Ucwangciso Lweveki KaOktobha 29
IVEKI EQALA NGO-OKTOBHA 29
Ingoma 13 Nomthandazo
□ ISifundo SeBhayibhile Sebandla:
bt isahl. 28 ¶16-22 (30 imiz.)
□ ISikolo Sobulungiseleli Sobuthixo:
Ufundo lweBhayibhile: Hoseya 8-14 (10 imiz.)
Impinda YeSikolo Sobulungiseleli Sobuthixo (20 imiz.)
□ INtlanganiso Yenkonzo:
15 imiz: “Indlela Onokungenelwa Ngayo Kwiqela Lakho Lentsimi.” Imibuzo neempendulo. Xa nixubusha ibhokisi ekwiphepha 6, dlan’ indlebe nomntu eqhutyelwa kwikhaya lakhe intlanganiso yentsimi. Ngawaphi amalungiselelo awenzayo ukuze kuqhutywe intlanganiso yentsimi ekhayeni lakhe veki nganye? Kutheni elixabisa ilungelo analo lokuvula ikhaya lakhe ukuze kuqhutyelwe kulo le ntlanganiso?
15 imiz: “Iindlela Ezintlanu Zokufumana ISifundo SeBhayibhile.” Imibuzo neempendulo. Emva kokuxubusha isiqendu 6, cela abo baye baqhuba isifundo esiye senza inkqubela ukuba bachaze uvuyo abaye balufumana.
Ingoma 122 Nomthandazo