IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • km 12/12 iphe. 1
  • Ucwangciso Lweveki KaDisemba 10

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Ucwangciso Lweveki KaDisemba 10
  • Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2012
  • Imixholwana
  • IVEKI EQALA NGODISEMBA 10
Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2012
km 12/12 iphe. 1

Ucwangciso Lweveki KaDisemba 10

IVEKI EQALA NGODISEMBA 10

Ingoma 32 Nomthandazo

□ ISifundo SeBhayibhile Sebandla:

jr isahl. 2 ¶14-19, ibhokisi ekwiphe. 25 (30 imiz.)

□ ISikolo Sobulungiseleli Sobuthixo:

Ufundo lweBhayibhile: Zefaniya 1–Hagayi 2 (10 imiz.)

No. 1: Hagayi 1:1-13 (4 imiz. okanye ngaphantsi)

No. 2: Zivela Phi Iintanda-bulumko Zabantu?—rs iphe. 264 ¶1–3 (5 imiz.)

No. 3: Ukuba Nengqondo KaKristu, Kusinceda Simazi Ngakumbi UYehova—Mat. 11:27 (5 imiz.)

□ INtlanganiso Yenkonzo:

Ingoma 107

15 imiz: ISikolo Sobulungiseleli Sobuthixo Sowama-2013. Intetho enikelwa ngumveleli wesikolo. Usebenzisa imiyalelo yeSikolo Sobulungiseleli Sobuthixo Sowama-2013, xubusha ngezinto ibandla elinokuphucula kuzo. Khuthaza bonke ukuba bazimisele kwizabelo zabo, baphendule kwiimbalasane zeBhayibhile baze bazisebenzise iziluleko ezinikelwa veki nganye ngokusuka kwincwadi yeSikolo Sobulungiseleli.

15 imiz: “Ukuba Noxolo Nabantu Bonke.” Imibuzo neempendulo. Yiba nemiboniso emibini, owokuqala ubonisa indlela engafanelekanga uze owesibini ubonise indlela efanelekileyo yokusabela kumninimzi ongenamdla.

Ingoma 39 Nomthandazo

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share