Ucwangciso Lweveki KaSeptemba 22
IVEKI EQALA NGOSEPTEMBA 22
Ingoma 9 Nomthandazo
ISifundo SeBhayibhile Sebandla:
cl isahl. 13 ¶11-18 (imiz. 30)
ISikolo SoBulungiseleli Sobuthixo:
Ufundo lweBhayibhile: Numeri 30–32 (imiz. 10)
Inte. 1: Numeri 32:16-30 (imiz. 4 okanye ngaphantsi)
Inte. 2: Isizathu Sokuba UThixo Engazange Amtshabalalise Ngokukhawuleza USathana Emva Kokuba Evukele—rs iphe. 318 ¶3–iphe. 319 ¶1 (imiz. 5)
Inte. 3: Administration (Ulawulo)—Ulawulo Lwabantu Ukususela KuAdam Ukusa Kwixesha Labapostile—it-1-E iphe. 48 ¶3-8 kunye nophando ozenzele lona (imiz. 5)
Intlanganiso Yenkonzo:
Imiz 15: Ubomi Obanelisayo Bokuba Ngumthunywa Wevangeli. (IMize. 10:22) Ingxubusho esekelwe kwiNcwadi Yonyaka Ka-2014, iphepha 124, isiqendu 1, ukuya kutsho kwiphepha 127, isiqendu 4; nephepha 169. Cela abaphulaphuli bagqabaze ngezinto abazifundileyo.
Imiz 15: “Sebenzisa I-jw.org Xa Ushumayela.” Ingxubusho. Yenza umboniso wentshumayelo ekwisiqendu 2. Emva koko, buza abaphulaphuli: Ziziphi iingenelo zokudawunlowuda le vidiyo kwifowuni okanye kwitablet? Kutheni kuluncedo ukudlalela umninimzi le vidiyo ngaphandle kwentshayelelo ende okanye ukucela kuye? Ngawaphi amava oye wawafumana xa ubusebenzisa le vidiyo entsimini? Qukumbela ngokukhuthaza abavakalisi ukuba baziqhelanise nezinto ezikwi-jw.org baze basebenzise le Webhsayithi xa beshumayela.
Ingoma 84 Nomthandazo