Ucwangciso Lweveki KaSeptemba 29
IVEKI EQALA NGOSEPTEMBA 29
Ingoma 69 Nomthandazo
ISifundo SeBhayibhile Sebandla:
cl isahl. 13 ¶19-23, ibhokisi ekwiphe. 137 (imiz. 30)
ISikolo SoBulungiseleli Sobuthixo:
Ufundo lweBhayibhile: Numeri 33–36 (imiz. 10)
Inte. 1: Numeri 33:24-49 (imiz. 4 okanye ngaphantsi)
Inte. 2: Musa Ukuwadelela Amandla KaSathana—rs iphe. 319 ¶2–iphe. 320 ¶1 (imiz. 5)
Inte. 3: Administration (Ulawulo)—“Ulawulo” Obelusetyenziswa NguThixo Ukususela Ngo-33C.E.—it-1-E iphe. 48 ¶9 kunye nophando ozenzele lona (imiz. 5)
Intlanganiso Yenkonzo:
Imiz. 10: Ukuqalisa Izifundo ZeBhayibhile KuMgqibelo Wokuqala. Ingxubusho. Yenza umboniso wendlela esinokuqaliswa ngayo isifundo kuMgqibelo wokuqala kaOktobha, usebenzisa intshayelelo ekwiphepha 4. Bakhuthaze bonke ukuba babekho.
Imiz. 10: Sifunda Ntoni? Ingxubusho. Makufundwe iZenzo 4:13 kunye neye-2 kwabaseKorinte 4:1, 7. Xubushani iindlela ezi vesi ezinokuba luncedo ngayo entsimini.
Imiz. 10: Dlan’ Indlebe Nomnxibelelanisi Wequmrhu Labadala. Kubandakanya ntoni ukunyamekela isabelo sakho? Zintoni ozijongayo xa ukhupha izabelo zeNtlanganiso Yenkonzo? Kutheni kungamele kucingwe ukuba umnxibelelanisi ungumphathi wequmrhu labadala okanye ibandla?
Ingoma 4 Nomthandazo