Ucwangciso Lweveki KaJanuwari 12
IVEKI EQALA NGOJANUWARI 12
Ingoma 114 Nomthandazo
ISifundo SeBhayibhile Sebandla:
cl isahl. 18 ¶20-24, ibhokisi ekwiphe. 188 (imiz. 30)
ISikolo SoBulungiseleli Sobuthixo:
Ufundo lweBhayibhile: Yoshuwa 21-24 (imiz. 8)
Inte. 1: Yoshuwa 24:14-21 (imiz. 3 okanye ngaphantsi)
Inte. 2: UKumkani UAhazi—Umxholo: UThixo Akakholiswa Lunqulo Zithixo—w97 7/15 iphe.14 ¶3 (imiz. 5)
Inte. 3: UYehova NguMdali Onamandla—igw iphe. 2 ¶4–iphe. 3 ¶1 (imiz. 5)
Intlanganiso Yenkonzo:
Umxholo Wenyanga: ‘Yiba likhoboka leNkosi ngokona kuthobeka kwengqondo kukhulu.’—IZe. 20:19.
Imiz. 10: Yiba Likhoboka LeNkosi Ngokona Kuthobeka Kwengqondo Kukhulu. Ingxubusho. Funda iZenzo 20:19. Emva koko cela abaphulaphuli baphendule le mibuzo ilandelayo: (1) Sithetha ukuthini isenzi esithi “yiba likhoboka”? (2) Ziziphi ezinye iindlela esinokubonisa ngazo ukuba singamakhoboka eNkosi uYesu Kristu? (3) Yintoni ukuthobeka? (4) Ukuthobeka kusinceda njani siphumeze ubulungiseleli bethu?
Imiz. 20: “Ukuphucula Ubuchule Bethu Bokushumayela—Xa Umninimzi Ekrwada.” Ingxubusho. Emva kokuxubusha eli nqaku, makwenziwe umboniso omfutshane oneenxalenye ezimbini. Kowokuqala bonisa umvakalisi ongamphenduli kakuhle umninimzi okrwada. Kowesibini, bonisa lo mvakalisi ephendula kakuhle. Bakhuthaze bonke ukuba basebenzise amacebiso akwindawo ethi “Khawulizame Kwakule Nyanga.”
Ingoma 76 Nomthandazo