UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | NEHEMIYA 5–8
UNehemiya Wayengumveleli Obalaseleyo
UTishri, ngo-455 B.C.E.
Kusenokwenzeka ukuba ngesi sihlandlo uNehemiya wakhokela abantu ukuba bahlanganisane kunqulo lokwenyaniso.
Imiphumo yaba luvuyo olukhulu.
Iintloko-ntsapho zahlanganisana ukuze zibone ukuba zingawuthobela njani na ngakumbi uMthetho kaThixo.
Abantu balungiselela ukubhiyozela uMthendeleko Weminquba owawusisihlandlo sovuyo.