IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • mwb16 Matshi iphe. 5
  • Matshi 21-27

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Matshi 21-27
  • Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yeentlanganiso (2016)
Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yeentlanganiso (2016)
mwb16 Matshi iphe. 5

Matshi 21-27

YOBHI 6–10

  • Ingoma 68 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • “UYobhi Othembekileyo Uchaza Intlungu Yakhe”: (imiz. 10)

    • Yob 6:1-3, 9, 10, 26; 7:11, 16—Izinto abazithethayo abantu xa besentlungwini zisenokungabi yiyo kanye loo nto bayicingayo (w13 8/15 19 ¶7; w13 5/15 22 ¶13)

    • Yob 9:20-22—UYobhi ephazama wagqiba kwelokuba uThixo akayihoyanga into yokuba unokholo kuye okanye akanalo (w15 7/1 12 ¶2)

    • Yob 10:12—Kwanaxa wayevavanywa ngokuqatha, uYobhi waqhubeka ethetha kakuhle ngoYehova (w09 4/15 7 ¶18; w09 4/15 10 ¶13)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Yob 6:14—UYobhi wakubalaselisa njani ukubaluleka kokuba nothando olunyanisekileyo? (w10 11/15 32 ¶20)

    • Yob 7:9, 10; 10:21—UYobhi wayekholelwa eluvukweni lwexesha elizayo, ngoko kwakutheni ukuze athethe amazwi akwezi vesi? (w06 3/15 14 ¶11)

    • Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?

  • Ufundo LweBhayibhile: Yob 9:1-21 (imiz. 4 nangaphantsi)

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Utyelelo Lokuqala: wp16.2 16—Thetha ngelungiselelo lomnikelo. (imiz. 2 nangaphantsi)

  • Xa Ubuyela: wp16.2 16—Beka isiseko sokubuyela. (imiz. 4 nangaphantsi)

  • Isifundo SeBhayibhile: fg isifundo 2 ¶6-8 (imiz. 6 nangaphantsi)

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

  • Ingoma 114

  • Yiba Nengqiqo Xa Uthuthuzela Abanye: (imiz. 15) Ingxubusho. Dlala ividiyo eyayibukelwe kwiSikolo Sobulungiseleli SoBukumkani sakutshanje. Cela abaphulaphuli bagqabaze ngendlela abazalwana ababini abaye baba ngumzekelo ngayo wokukhuthaza, xa ubani ebechaza intlungu yokufelwa ngumntu amthandayo.

  • ISifundo SeBhayibhile Sebandla: ia isahl. 11 ¶12-20 nempinda yesahluko (imiz. 30)

  • Impinda Yeentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Eentlanganiso Zeveki Elandelayo (imiz. 3)

  • Ingoma 27 Nomthandazo

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share