UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | 1 TIMOTI 1-3
Zabalazela Umsebenzi Omhle
Abazalwana kufuneka bakhuthale ebandleni besebancinci. Le nto yenza baqeqeshwe baze bafanelekele ukuba zizicaka zolungiselelo xa bebadala. (1 Tim 3:10) Nazi izinto anokuzenza umzalwana ukuze abonakale ukuba uzimisele ukwenza imisebenzi emihle:
Azincame.—km 7/13 2-3 ¶2
Azimisele ukukhonza uYehova.—km 7/13 3 ¶3
Athembeke yaye anyaniseke.—km 7/13 3 ¶4