IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • mwb19 Septemba iphe. 8
  • Uza Kwenza Ntoni Ngonyaka Wembalela?

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Uza Kwenza Ntoni Ngonyaka Wembalela?
  • Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2019
  • Amanqaku Afanayo
  • Ungabathemba Abazalwana Noodade
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova (Efundwayo)—2022
  • Kubalulekile Ukuthemba Abanye Ukuze Sonwabe Ebomini
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—2003
  • Kholosa NgoYehova
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—1988
  • Kholosa NgoYehova Njengoko Isiphelo Sisondela
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—2011
Khangela Okunye
Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2019
mwb19 Septemba iphe. 8
Umthi otyalwe ngasemanzini uba neziqhamo

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Uza Kwenza Ntoni Ngonyaka Wembalela?

Simele sibe nokholo size simthembe uYehova. Ngokomzekelo, xa sinokholo oluqinileyo loo nto isinceda simthembe uYehova ukuba usihoyile kwaye uyasikhusela. (INdu 23:1, 4; 78:22) Njengoko sisondela kwisiphelo seli hlabathi, simele siqiniseke ukuba uSathana uza kusihlasela ngamandla. (ISi 12:12) Siza kuncedwa yintoni?

BUKELA IVIDIYO ETHI UZA KWENZA NTONI NGONYAKA WEMBALELA? NIZE NIPHENDULE LE MIBUZO:

  1. Sifana njani “nomthi” ekuthethwa ngawo kuYeremiya 17:8?

  2. Yeyiphi enye indlela “yobushushu”?

  3. Kuza kwenzeka ntoni “emthini,” ibe ngoba?

  4. Yintoni uSathana afuna siyiyeke?

  5. Sifana njani nabantu abaqhelileyo ukukhwela ipleyni?

  6. Kutheni simele siqhubeke silithemba ikhoboka elithembekileyo neliyingqondi, ibe ziintoni ezinokwenza kubenzima ukuba silithembe?

  7. Kutheni simele sihlale siyithobela imigaqo yeBhayibhile nangona abantu abaninzi namhlanje besigxeka?

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share