MEYI 3-9
NUMERI 27-29
Ingoma 106 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Linganisa UYehova Ngokungabi Namkhethe”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
Num 28:7, 14—Yayiyintoni iminikelo eselwayo? (it-2-E 528 ¶5)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) Num 28:11-31 (th isifundo 5)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Ividiyo Yotyelelo Lokuqala: (imiz. 5) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi Utyelelo Lokuqala: Injongo KaThixo—Gen 1:28. Mane uyimisa ividiyo xa kuvela umbuzo, uze ubuze ibandla.
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 3) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala. (th isifundo 4)
Intetho: (imiz. 5) w07 4/1 17-18—Umxholo: Yintoni Eyenza Imibingelelo Neminikelo Yamkeleke KuYehova? (th isifundo 16)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Yiba Ngumhlobo KaYehova—Thanda Ummelwane Wakho: (imiz. 6) Ingxubusho. Dlala le vidiyo. Ukuba kunokwenzeka, cela abantwana obakhethileyo uze ubabuze le mibuzo: Kwakutheni ukuze abantwana esikolweni bangamphathi kakuhle uPriya? UAvela walubonisa njani uthando kuPriya? Ungalubonisa njani uthando kubantu abangafaniyo nawe?
Ngumntu Onjani Umhlobo Wokwenene?: (imiz. 9) Ingxubusho. Dlala ividiyo yoopopayi. Uze ubuze le mibuzo: Yintoni ekufuneka uyikhangele xa ufuna umhlobo? Ungamfumana phi umhlobo olungileyo? Ungabakha njani ubuhlobo obuqinileyo?
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) rr isahl. 8 ¶8-15, nebhokisi 8A
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 16 Nomthandazo