NOVEMBA 25–DISEMBA 1
INDUMISO 109-112
Ingoma 14 Nomthandazo | Amazwi Okuvula (umz. 1)
1. Xhasa UYesu, Ukumkani!
(imiz. 10)
Emva kokunyukela emazulwini uYesu wahlala ngasekunene kukaYehova (INd 110:1; w06 9/1 13 ¶6)
UYesu waqalisa ngo-1914 ukoyisa iintshaba zakhe (INd 110:2; w00 4/1 18 ¶3)
Xa simsebenzela ngamandla ethu onke uYehova, sixhasa ulawulo lukaYesu (INd 110:3; be 76 ¶2)
KHAWUZIBUZE, ‘Ziintoni endinokuzimisela ukuzenza ukuze ndibonise ukuba ndixhasa uBukumkani?’
2. Ubuncwane ObuseBhayibhileni
(imiz. 10)
INd 110:4 —Cacisa isivumelwano ekuthethwa ngaso kule vesi (it-1-E 524 ¶2)
Ziintoni ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
3. Ufundo LweBhayibhile
(imiz. 4) INd 109:1-26 (th isifundo 2)
4. Ukuqalisa Incoko
(imiz. 2) KWINDLU NGENDLU. Sebenzisa iphecane ukuze uqalise incoko. (lmd isifundo 4 ingongoma 3)
5. Ukuthethelela Iinkolelo Zakho
(imiz. 5) Umboniso. ijwfq 23—Umxholo: Kutheni Ningayi Emfazweni? (lmd isifundo 4 ingongoma 4)
6. Ukwenza Abafundi
Ingoma 72
7. Singabuxhasa Njani UBukumkani Ngokuthembeka?
(imiz. 15) Ingxubusho.
Ulawulo loBukumkani bukaYehova yindlela abonisa ngayo ulongamo lwakhe. (Dan 2:44, 45) Ngoko ke, xa sisenza konke okusemandleni ethu ukuze sixhase uBukumkani bukaThixo sibonisa ukuba siyayikholelwa into yokuba alukho ulawulo olodlula olukaYehova.
Dlala IVIDIYO Yixhase Ngokuthembeka “Inkosana Yoxolo.” Uze ubuze lo mbuzo:
Sibuxhasa njani uBukumkani bukaThixo ngokuthembeka?
Bhala phantsi isibhalo esihambisana nendlela nganye yokuxhasa uBukumkani bukaThixo.
Ukwenza uBukumkani bube yeyona nto ibalulekileyo ebomini bethu.
Ukuphila ngemigaqo yokuziphatha eza kusinceda sifumane uBukumkani.
Ukushumayela kwabanye ngoBukumkani ngokuzimisela
Ukubonisa imbeko kurhulumente wabantu, kodwa sithobele uThixo xa umthetho kaKesare ungavisisani nomthetho kaThixo.
8. Isifundo SeBhayibhile Sebandla
(imiz. 30) bt isahl. 18 ¶16-24