IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • mwb24 Novemba iphe. 8
  • Disemba 2-8

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Disemba 2-8
  • Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2024
Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2024
mwb24 Novemba iphe. 8

DISEMBA 2-8

INDUMISO 113-118

Ingoma 127 Nomthandazo | Amazwi Okuvula (umz. 1)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

1. Singambulela Ngantoni UYehova?

(imiz. 10)

UYehova uyasikhusela, usiphatha ngobubele ibe uyasihlangula (INd 116:​6-8; w01 1/1 11 ¶13)

Singambulela uYehova ngokuthobela imithetho nemigaqo yakhe (INd 116:​12, 14; w09 7/15 29 ¶4-5)

Singambulela uYehova ngokunikela kuye “umbingelelo wokubulela” (INd 116:17; w19.11 22-23 ¶9-11)

Abantu ababini abatshatileyo bajonge phambili beqinisekile. Imifanekiso: Imifanekiso ebonisa iindlela ezahlukeneyo engebelisebenzisa ngayo ixesha. 1. Babukela into engafanelekanga kwiTV; bafunda kunye. 2. Bayothenga izinto ezininzi kunye; bashumayela ngetroli bekunye.

2. Ubuncwane ObuseBhayibhileni

(imiz. 10)

  • INd 116:15​—Ngoobani abo ‘bathembekileyo’ bakaThixo ethetha ngabo le vesi? (w12 5/15 22 ¶1-2)

  • Ziintoni ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?

3. Ufundo LweBhayibhile

(imiz. 4) INd 116:1–117:2 (th isifundo 2)

YIKHUTHALELE INTSIMI

4. Isibindi​—Into Eyenziwa NguYesu

(imiz. 7) Ingxubusho. Dlala IVIDIYO, nize nithethe nge-lmd isifundo 12 ingongoma 1-2.

5. Isibindi​—Yenza NjengoYesu

(imiz. 8) Ingxubusho esekelwe kwi-lmd isifundo 12 ingongoma 3-5 nendawo ethi “Jonga Nezi Zinto.”

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Ingoma 60

6. Iimfuno Zebandla

(imiz. 15)

7. Isifundo SeBhayibhile Sebandla

(imiz. 30) bt isahl. 19 ¶1-5, neebhokisi ezikwiphe. 149-150

Amazwi Okuvala (imiz. 3) | Ingoma 29 Nomthandazo

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share