IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • mwb25 Januwari iphe. 4
  • Januwari 13-19

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Januwari 13-19
  • Ubomi BamaKristu Nomsebenzi WokushuMeyela—Incwadi Yentlanganiso—2025
Ubomi BamaKristu Nomsebenzi WokushuMeyela—Incwadi Yentlanganiso—2025
mwb25 Januwari iphe. 4

JANUWARI 13-19

INDUMISO 135-137

Ingoma 2 Nomthandazo | Amazwi Okuvula (umz. 1)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

UMoses wolule iingalo zakhe esahlula uLwandle Olubomvu. AmaSirayeli nabantu abangengomaSirayeli babukela bemangalisiwe.

1. “INkosi Yethu Ingaphezu Kwabo Bonke Abanye Oothixo”

(imiz. 10)

UYehova ubonisile ukuba unamandla okulawula yonke indalo yakhe (INd 135:​5, 6; it-2-E 661 ¶4-5)

Uyabakhusela abantu bakhe (Eks 14:​29-31; INd 135:14)

Uyasinceda xa siziva sityhafile (INd 136:23; w21.11 6 ¶16)

2. Ubuncwane ObuseBhayibhileni

(imiz. 10)

  • INd 135:​1, 5​—Kutheni igama elithi “uYa” lisetyenziswa kakhulu eBhayibhileni? (it-1-E 1248)

  • Ziintoni ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?

3. Ufundo LweBhayibhile

(imiz. 4) INd 135:​1-21 (th isifundo 11)

YIKHUTHALELE INTSIMI

4. Ukuqalisa Incoko

(imiz. 3) UKUSHUMAYELA NGOKUNGACWANGCISWANGA. Umntu othetha naye ubonisa umdla, tshintshiselelanani ngeenombolo zenu zefowuni. (lmd isifundo 2 ingongoma 4)

5. Ukubuyela

(imiz. 4) KWINDLU NGENDLU. Memela umntu oncokola naye kwiintlanganiso. (lmd isifundo 9 ingongoma 4)

6. Ukuthethelela Iinkolelo Zakho

(imiz. 5) Umboniso. ijwfq inqaku 7​—Umxholo: Ngaba AmaNgqina KaYehova NgamaKristu? (th isifundo 12)

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Ingoma 10

7. Iimfuno Zebandla

(imiz. 15)

8. Isifundo SeBhayibhile Sebandla

(imiz. 30) bt isahl. 21 ¶1-7, nebhokisi ekwiphe. 166

Amazwi Okuvala (imiz. 3) | Ingoma 90 Nomthandazo

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share