IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • mwb25 Matshi iphe. 2-16
  • Matshi 3-9

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Matshi 3-9
  • Ubomi BamaKristu Nomsebenzi WokushuMeyela—Incwadi Yentlanganiso—2025
Ubomi BamaKristu Nomsebenzi WokushuMeyela—Incwadi Yentlanganiso—2025
mwb25 Matshi iphe. 2-16

MATSHI 3-9

IMIZEKELISO 3

Ingoma 8 Nomthandazo | Amazwi Okuvula (umz. 1)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

1. Makucace Ukuba Uyamthemba UYehova

(imiz. 10)

Thembela ngoYehova, ungathembeli kwisiqu sakho (IMi 3:5; ijwbv inqaku 14 ¶4-5)

Bonisa ukuba uthembele ngoYehova ngokufuna ukukhokelwa nguye uze ululandele olo khokelo (IMi 3:6; ijwbv inqaku 14 ¶6-7)

Kuphephe ukuzithemba kakhulu (IMi 3:7; be 76 ¶4)

Udade osemtsha uphanda kwitablet ngezinto anokuzenza kwixesha elizayo. Ecaleni kwakhe kukho iincwadi ezithetha ngemfundo ephakamileyo. Kanti kwelinye icala kukho izicelo zokwandisa inkonzo nenkcazelo ngeBheteli.

KHAWUZIBUZE, ‘Ngaba ndiyakufuna ukukhokelwa nguYehova kuzo zonke izinto endizenzayo ebomini bam?’

2. Ubuncwane ObuseBhayibhileni

(imiz. 10)

  • IMi 3:3​—Singalubophelela njani uthando olungagungqiyo nokuthembeka ezintanyeni zethu size silubhale nasezintliziyweni zethu? (w06 9/15 17 ¶7)

  • Ziintoni ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?

3. Ufundo LweBhayibhile

(imiz. 4) IMi 3:​1-18 (th isifundo 12)

YIKHUTHALELE INTSIMI

4. Ukuqalisa Incoko

(imiz. 3) KWINDLU NGENDLU. Phendula umntu ochasayo. (lmd isifundo 1 ingongoma 5)

5. Ukuqalisa Incoko

(imiz. 4) UKUSHUMAYELA ESIDLANGALALENI. Xelela umntu othetha naye ngewebhsayithi yethu uze umnike ikhadi le-jw.org. (lmd isifundo 3 ingongoma 3)

6. Intetho

( imiz. 5.) w11 3/15 14 ¶7-10​—Umxholo: Thembela NgoThixo Xa Abantu Bengenamdla Entsimini. (th isifundo 20)

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Ingoma 124

7. Yithembe Intlangano KaYehova

(imiz. 15) Ingxubusho.

Kusenokuba lula ukuyithemba into ethethwa kwiLizwi likaThixo eliyinyaniso neliphefumlelweyo iBhayibhile. Sekunjalo, kusenokuba nzima nangakumbi ukuthemba abantu abangafezekanga abakhokelayo kwintlangano kaYehova, ingakumbi xa singaluqondi okanye singavumelani nolo khokelo.

Funda uMalaki 2:7 Uze ubuze lo mbuzo:

  • Kutheni ingasothusi into yokuba uYehova esebenzisa amadoda angafezekanga ekukhokeleni abantu bakhe?

Funda uMateyu 24:45. Uze ubuze lo mbuzo:

  • Kutheni sinokuluthemba ukhokelo olusuka kwintlangano kaYehova?

Funda amaHebhere 13:17. Uze ubuze lo mbuzo:

  • Kutheni sifanele sihambisane nezigqibo ezenziwa ngabo bathenjwe nguYehova ukuba bakhokele?

Umzalwana uthumela ibhokisi yokutya kwenye intsapho. Bonke bayabhabhayisa beme kudana.
Udade uyagqabaza kwiintlananiso zebandla. Umzalwana umbambele umbhobho wesandisi lizwi. Bonke abaseHolweni banxibe imask.

Dlala IVIDIYO Ingxelo YeQumrhu Elilawulayo Ka-2021 #9​—Emfutshane. Uze ubuze lo mbuzo:

  • Ukhokelo esilufumene ngexesha likabhubhane luyiqinise njani indlela oyithemba ngayo intlangano kaYehova?

8. Isifundo SeBhayibhile Sebandla

( imiz. 30) bt isahl. 23 ¶9-15, neebhokisi ezikwiphe. 184, 186

Amazwi Okuvala (imiz. 3) | Ingoma 57 Nomthandazo

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share