IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • mwb25 Matshi iphe. 3
  • Matshi 10-16

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Matshi 10-16
  • Ubomi BamaKristu Nomsebenzi WokushuMeyela—Incwadi Yentlanganiso—2025
Ubomi BamaKristu Nomsebenzi WokushuMeyela—Incwadi Yentlanganiso—2025
mwb25 Matshi iphe. 3

MATSHI 10-16

IMIZEKELISO 4

Ingoma 36 Nomthandazo | Amazwi Okuvula (umz. 1)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Unogada umi kwinqaba yoonogada, uyalela oonogada basegeyithini abasezantsi ukuba bavale iigeyithi zesixeko.

Oonogada abakwinqaba baxelela oonogada abasegeyithini yesixeko ukuba bavale iigeyithi kuba kuza utshaba

1. “Khusela Intliziyo Yakho”

(imiz. 10)

Igama elithi “intliziyo” lithetha umntu esinguye ngaphakathi (INd 51:6; w19.01 15 ¶4)

Ukuyikhusela kumele kube yeyona nto ibalulekileyo kuthi (IMi 4:23a; w19.01 17 ¶10-11; 18 ¶14; jonga ongaphandle)

Ubomi bethu buxhomekeke kumntu esinguye ngaphakathi (IMi 4:23b; w12 5/1 32 ¶2)

Umzalwana ususa amehlo akhe kwinto engafanelekanga ekwifowuni yakhe.

2. Ubuncwane ObuseBhayibhileni

(imiz. 10)

  • IMi 4:18​—Le vesi ingamnceda njani umKristu ukuze aye emthanda uYehova? (w21.08 8 ¶4)

  • Ziintoni ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?

3. Ufundo LweBhayibhile

(imiz. 4) IMi 4:​1-18 (th isifundo 12)

YIKHUTHALELE INTSIMI

4. Ukuqalisa Incoko

(imiz. 3) KWINDLU NGENDLU. Umntu ubonisa umdla emva kokufumana isimemo seSikhumbuzo. (lmd isifundo 1 ingongoma 5)

5. Ukuqalisa Incoko

(imiz. 4) UKUSHUMAYELA NGOKUNGACWANGCISWANGA. Memela umntu omaziyo kwiSikhumbuzo. (lmd isifundo 2 ingongoma 3)

6. Ukuthethelela Iinkolelo Zakho

(imiz. 5) Umboniso. ijwfq inqaku 19​—Umxholo: Kutheni Ningayibhiyozeli Ipasika? (lmd isifundo 3 ingongoma 4)

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Ingoma 16

7. Ividiyo ethi Okufezwe Yintlangano kaMatshi

(imiz. 10) Dlala IVIDIYO.

8. Iphulo LeSikhumbuzo Liza Kuqala NgoMgqibelo, Matshi 15

(imiz. 5) Mayinikelwe ngumveleli wenkonzo. Thetha ngamalungiselelo ephulo lokumemela abantu kwintetho ekhethekileyo naseSikhumbuzweni. Khuthaza bonke ukuba bazimisele nangakumbi kumsebenzi wokushumayela kwinyanga kaMatshi noAprili.

9. Isifundo SeBhayibhile Sebandla

(imiz. 30.) bt isahl. 23 ¶16-19, nebhokisi ekwiphe. 188

Amazwi Okuvala (imiz. 3.) | Ingoma 76 Nomthandazo

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share