SEPTEMBA 1-7
IMIZEKELISO 29
Ingoma 28 Nomthandazo | Amazwi Okuvula (umz. 1)
1. Phepha Iinkolelo Namasiko Angathandwayo NguThixo
(imiz. 10)
Thobela uYehova ukuze uhlale wonwabile (IMi 29:18; wp16.6 6, ibhokisi)
Cela uYehova akunike ubulumko bokubona ukuba elo siko liyamkholisa na (IMi 29:3a; w19.04 17 ¶13)
Sukuvumela abantu ukuba bakunyanzele ukuba wenze amasiko angekho sezibhalweni (IMi 29:25; w18.11 11 ¶12)
Ukuphanda kakuhle nokuthetha ngembeko kungakunceda unganikezeli xa unyanzelwa ukuba wenze amasiko
2. Ubuncwane ObuseBhayibhileni
(imiz. 10)
IMi 29:5—Kuthetha ukuthini ukutyibela ngezincomo, ibe kutheni iBhayibhile isithi ‘indoda etyibela ummelwane wayo ngezincomo zobuxoki, yandlala umnatha ezinyaweni zakhe’? (it “Ukuncoma Umntu Ngokugqithisileyo” 1)
Ziintoni ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
3. Ufundo LweBhayibhile
(imiz. 4) IMi 29:1-18 (th isifundo 5)
4. Ukuqalisa Incoko
(imiz. 3) UKUSHUMAYELA NGOKUNGACWANGCISWANGA. Memela umntu kwintetho ekhethekileyo ezayo. (lmd isifundo 2 ingongoma 3)
5. Ukuqalisa Incoko
(imiz. 4) KWINDLU NGENDLU. Sebenzisa IMboniselo No. 1 2025 ukuze uqalise incoko. Yitshintshe incoko ebenithetha ngayo xa lo mntu enomdla wokuthetha ngenye into. (lmd isifundo 3 ingongoma 3)
6. Ukuqalisa Incoko
(imiz. 5) UKUSHUMAYELA NGOKUNGACWANGCISWANGA. Bonisa umntu onexhala leemfazwe ezikhoyo IMboniselo No. 1 2025. (lmd isifundo 3 ingongoma 4)
Ingoma 159
7. Iimfuno Zebandla
(imiz. 15)
8. Isifundo SeBhayibhile Sebandla
(imiz. 30) lfb intshayelelo yecandelo 4 nesifundo 14-15