IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • mwb25 Septemba iphe. 3
  • Septemba 8-14

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Septemba 8-14
  • Ubomi BamaKristu Nomsebenzi WokushuMeyela—Incwadi Yentlanganiso—2025
Ubomi BamaKristu Nomsebenzi WokushuMeyela—Incwadi Yentlanganiso—2025
mwb25 Septemba iphe. 3

SEPTEMBA 8-14

IMIZEKELISO 30

Ingoma 136 Nomthandazo | Amazwi Okuvula (umz. 1)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

1. “Ungandiniki Buhlwempu Nabutyebi”

(imiz. 10)

Siza konwaba kuphela xa sithembela kuThixo hayi kubutyebi (IMi 30:​8, 9; w18.01 24-25 ¶10-12)

Umntu obawa kakhulu akaneli (IMi 30:​15, 16; w87 5/15 30 ¶8)

Imigaqo yeBhayibhile inokukunceda ungaziboni sowungena ematyaleni okanye usiba nestres (IMi 30:​24, 25; w11 6/1 10 ¶4)

Intombi encinci ifaka imali ebhotileni yeglasi, umama wayo uyavuya njengoko eyibukele.

INTO ENINOKUYENZA KUNQULO LWENTSAPHO: Njengentsapho thethani ngendlela eniyijonga ngayo imali.​—w24.06 13 ¶18.

2. Ubuncwane ObuseBhayibhileni

(imiz. 10)

  • IMi 30:26​—Yintoni esinokuyifunda kwimbila? (w09 4/15 17 ¶11-13)

  • Ziintoni ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?

3. Ufundo LweBhayibhile

(imiz. 4) IMi 30:​1-14 (th isifundo 2)

YIKHUTHALELE INTSIMI

4. Ukuqalisa Incoko

(imiz. 4) KWINDLU NGENDLU. Sebenzisa IMboniselo No. 1 2025 ukuze uqalise incoko. (lmd isifundo 1 ingongoma 3)

5. Ukubuyela

(imiz. 4) UKUSHUMAYELA ESIDLANGALALENI. (lmd isifundo 9 ingongoma 3)

6. Ukuthethelela Iinkolelo Zakho

(imiz. 4) Intetho. ijwbq inqaku 102​—Umxholo: Ngaba Ukungcakaza Sisono? (th isifundo 7)

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Ingoma 80

7. Ungavumi Ukuqhathwa Ngoxolo Lobuxoki!​—UChibisa Selemani

(imiz. 5) Ingxubusho.

Dlala IVIDIYO. Uze ubuze lo mbuzo:

  • Ufunde ntoni kumava kaMzalwana uSelemani ngokwenza izigqibo ezikhokhelela kuvuyo nolwaneliseko?

8. Ividiyo ethi Okufezwe Yintlangano kaSeptemba

(imiz. 10) Yidlale.

9. Isifundo SeBhayibhile Sebandla

(imiz. 30) lfb isifundo 16-17

Amazwi Okuvala (imiz. 3) | Ingoma 128 Nomthandazo

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share