Izinto Ezifumaneka KuJW.ORG/XH
UKUNCEDA IINTSAPHO
Abantwana abafundiswe ukuba bangatyhafi ngabona bakwaziyo ukujongana neengxaki zobomi.
Yiya kujw.org/xh kwindawo ethi IZINTO EZIFUNDISWA YIBHAYIBHILE > UMTSHATO NENTSAPHO > UKUKHULISA ABANTWANA.
AMAVA
Bandinceda Bengandazi Nokundazi
Kwakutheni ukuze abantwana abayi-5 bancede umntu abangamaziyo kubanda?
Yiya kujw.org/xh kwindawo ethi INKCAZELO ENGAKUMBI NGATHI > AMAVA > UKUFUNDISA INYANISO ESEBHAYIBHILENI.