IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • yb16 iphe. 80-iphe. 81 isiqe.¶ 1
  • EIndonesia

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • EIndonesia
  • Incwadi Yonyaka YamaNgqina KaYehova Ka-2016
Incwadi Yonyaka YamaNgqina KaYehova Ka-2016
yb16 iphe. 80-iphe. 81 isiqe.¶ 1
AmaNgqina kaYehova amabini ashumayela emarikeni eIndonesia

EIndonesia

LE YINGXELO ebangel’ umdla yamadoda nabafazi abangamaKristu athembekileyo aye ahlala eqinile phantsi kweemeko ezinzima zezopolitiko, ezenkolo nokuvalwa komsebenzi wawo iminyaka eyi-25 okwakuphenjelelwa ngabefundisi. Funda ngomzalwana owayengomnye wabantu ababeza kubulawa ngamaKomanisi kunye nomphathi weqela lezikrelemqa owaba ngumKristu. Khawuve ngebali lamantombazana amabini angevayo awayeziitshomi aza kamva afumanisa ukuba ayazalana. Bona nendlela abantu bakaYehova abaye baphumelela ngayo ekushumayeleni iindaba ezilungileyo kwintsimi yamaSilamsi.

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share