ISAYA
IZINTO EKUTHETHWA NGAZO
1
Utata noonyana bakhe abangathobeliyo (1-9)
UYehova uyabacaphukela abantu abazenzisayo xa bemkhonza (10-17)
“Khanize silungise izinto phakathi kwethu” (18-20)
IZiyon iza kwenziwa isixeko esithembekileyo kwakhona (21-31)
2
3
4
5
Ingoma ngentsimi kaYehova yeediliya (1-7)
Aza kuthi shu amasimi kaYehova eediliya (8-24)
UYehova ucatshukiswa ngabantu bakhe (25-30)
6
Umbono kaYehova esetempileni yakhe (1-4)
Kucocwa imilebe kaIsaya (5-7)
UIsaya uyathunywa (8-10)
“Kude kube nini na, Yehova?” (11-13)
7
Umyalezo oya kuKumkani uAhazi (1-9)
Umqondiso kaImanuweli (10-17)
Imiphumo yokungathembeki (18-25)
8
Ukuhlasela kwama-Asiriya (1-8)
Sanukoyika, “uThixo unathi!” (9-17)
UIsaya nabantwana bakhe babubungqina (18)
Thembelani kumthetho, hayi kwiidemon (19-22)
9
10
UThixo wohlwaya uSirayeli (1-4)
IAsiriya yintonga yomsindo kaThixo (5-11)
IAsiriya iyohlwaywa (12-19)
Abashiyekileyo bakaYakobi baza kubuya (20-27)
UThixo uza kugweba iAsiriya (28-34)
11
12
13
14
AmaSirayeli aza kuhlala elizweni lawo (1, 2)
Kuvuyelelwa ukumkani waseBhabhiloni (3-23)
UYehova uza kutyumza umAsiriya (24-27)
Ukugwetywa kweFilisti (28-32)
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
Aza kufikelwa yintlekele amanxila akwaEfrayim! (1-6)
Ababingeleli nabaprofeti bakwaYuda bayagxadazela (7-13)
“Isivumelwano noKufa” (14-22)
Umzekelo wokuqeqesha kukaYehova ngobulumko (23-29)
29
30
Akukho yayo nje kwaphela iYiputa (1-7)
Abantu abasamkeli isiprofeto (8-14)
Bayomelela xa bethemba uYehova (15-17)
UYehova wenzelela abantu bakhe (18-26)
UYehova uza kugweba iAsiriya (27-33)
31
32
Ukumkani neenkosana baza kulawula ngobulungisa (1-8)
Kulumkiswa abafazi abazithembileyo (9-14)
Kuthululwa umoya kuze kubekho iintsikelelo (15-20)
33
34
35
36
37
UHezekiya ucela uncedo lukaThixo ngoIsaya (1-7)
USenaribhe woyikisa iYerusalem (8-13)
Umthandazo kaHezekiya (14-20)
UIsaya uchaza impendulo kaThixo (21-35)
Ingelosi ixabela ama-Asiriya ayi-185 000 (36-38)
38
39
40
41
Kuza umntu owoyisayo empumalanga (1-7)
USirayeli ukhethwa ukuba abe ngumkhonzi kaThixo (8-20)
Kuxhokonxwa abanye oothixo (21-29)
42
Umkhonzi kaThixo nomsebenzi wakhe (11-9)
Ingoma entsha yokudumisa uYehova (10-17)
USirayeli akaboni yaye akeva (18-25)
43
UYehova uqokelela abantu bakhe (1-7)
Oothixo babekwa ityala (8-13)
Ukukhululwa eBhabhiloni (14-21)
“Masimangalelane kaloku” (22-28)
44
Kusikelelwa abantu abakhethwe nguThixo (1-5)
Akukho Thixo ngaphandle koYehova (6-8)
Indlela ezibubudenge ngayo izithixo (9-20)
UYehova, uMhlawuleli kaSirayeli (21-23)
Bayakhululwa kusetyenziswa uKoreshi (24-28)
45
Kukhethwa uKoreshi ukuba ahlasele iBhabhiloni (1-8)
Udongwe alunakuxabana noMbumbi walo (9-13)
Ezinye iintlanga zihlonipha amaSirayeli (14-17)
UThixo unokuthenjwa kuba wadala yaye akafihli nto (18-25)
46
47
48
USirayeli uyakhalinyelwa aze asulungekiswe (1-11)
UYehova uza kutshabalalisa iBhabhiloni (12-16a)
Imfundiso kaThixo iyanceda (16b-19)
“Phumani eBhabhiloni!” (20-22)
49
50
51
IZiyon iyahlaziywa ibe njenge-Eden (1-8)
IZiyon ithuthuzelwa nguMenzi wayo onamandla (9-16)
Indebe yomsindo kaYehova (17-23)
52
53
54
55
56
57
Ilungisa nomntu othembekileyo bayanyamalala (1, 2)
Ukuthengisa ngomzimba kukaSirayeli kuyabhencwa (3-13)
Kuthuthuzelwa abantu abathobekileyo (14-21)
58
59
60
61
62
63
UYehova uziphindezela kwiintlanga (1-6)
Uthando olungagungqiyo lukaYehova ngemihla yakudala (7-14)
Umthandazo wokuguquka (15-19)
64
65
66
Inkonzo yokwenene neyobuxoki (1-6)
IZiyon engumama noonyana bayo (7-17)
Abantu badityaniswe eYerusalem ukuze bakhonze (18-24)