DANIYELI
IZINTO EKUTHETHWA NGAZO
1
IYerusalem irhangqwe ngamaBhabhiloni (1, 2)
Kuqeqeshwa ulutsha lwasebukhosini oluthinjiweyo (3-5)
Ukuthembeka kwamaHebhere amane kuyavavanywa (6-21)
2
UKumkani uNebhukadenetsare uphupha into emphazamisayo (1-4)
Akukho silumko sikwaziyo ukuchaza iphupha (5-13)
UDaniyeli ucela uncedo kuThixo (14-18)
Kudunyiswa uThixo kuba etyhile imfihlelo (19-23)
UDaniyeli uchazela ukumkani iphupha (24-35)
Into ethethwa liphupha (36-45)
UDaniyeli unikwa imbeko ngukumkani (46-49)
3
Umfanekiso wegolide kaKumkani uNebhukadenetsare (1-7)
AmaHebhere amathathu kuthiwa awathobeli (8-18)
Baphoswa kwiziko lomlilo (19-23)
Basindiswa emlilweni ngommangaliso (24-27)
Ukumkani udumisa uThixo wamaHebhere (28-30)
4
UKumkani uNebhukadenetsare uvuma ukuba uThixo uyalawula (1-3)
Iphupha likakumkani lomthi (4-18)
UDaniyeli uchaza iphupha (19-27)
Lizaliseka okokuqala kukumkani (28-36)
Ukumkani uzukisa uThixo wezulu (37)
5
Itheko likaKumkani uBheleshatsare (1-4)
Umbhalo wesandla oseludongeni (5-12)
UDaniyeli ucelwa ukuba atolike umbhalo (13-25)
Uthetha ukuthi: IBhabhiloni iza kuwa (26-31)
6
Amagosa asePersi aceba ukubambisa uDaniyeli (1-9)
UDaniyeli uqhubeka ethandaza (10-15)
UDaniyeli uphoswa emngxunyeni weengonyama (16-24)
UKumkani uDariyo uzukisa uThixo kaDaniyeli (25-28)
7
Umbono wamarhamncwa amane (1-8)
Lowo Kanaphakade ubambe inkundla (9-14)
UDaniyeli uchazelwa ukuba ithini imibono (15-28)
Amarhamncwa amane ngookumkani abane (17)
Abangcwele baza kufumana ubukumkani (18)
Kuza kuvela iimpondo ezilishumi, okanye ookumkani (24)
8
9
UDaniyeli uthandazela izono zabantu (1-19)
UGabriyeli uya kuDaniyeli (20-23)
Kuprofetwa ngeeveki eziyi-70 (24-27)
UMesiya uza kuvela emva kweeveki eziyi-69 (25)
UMesiya uza kubulawa (26)
Isixeko nendawo engcwele ziza kutshatyalaliswa (26)
10
11
12