ZEFANIYA IZINTO EKUTHETHWA NGAZO 1 Imini kaYehova yomgwebo isondele (1-18) Imini kaYehova ikhawuleza kakhulu (14) Isilivere negolide azikwazi kuhlangula (18) 2 Funani uYehova ingekafiki imini yomsindo wakhe (1-3) Funani ubulungisa nokululama (3) “Mhlawumbi niza kufihlwa” (3) Kugwetywa iintlanga ezikufutshane (4-15) 3 IYerusalem, isixeko esingathobeliyo nesonakeleyo (1-7) Ukugwetywa nokubuyiselwa (8-20) Ukutshintshela kulwimi olusulungekileyo (9) Abantu abathobekileyo baza kusindiswa (12) UYehova uvuyiswa yiZiyon (17)