MATEYU
IZINTO EKUTHETHWA NGAZO
1
2
Abavumisi ngeenkwenkwezi bayokubona usana (1-12)
Babalekela eYiputa (13-15)
UHerode ubulala abantwana abangamakhwenkwe (16-18)
Babuyela eNazarete (19-23)
3
4
UMtyholi uhenda uYesu (1-11)
UYesu uqalisa ukushumayela eGalili (12-17)
Kubizwa abafundi bokuqala (18-22)
UYesu uyashumayela, afundise aze aphilise (23-25)
5
6
7
8
Kuphiliswa umntu oneqhenqa (1-4)
Ukholo lwegosa lomkhosi (5-13)
UYesu uphilisa abantu abaninzi eKapernahum (14-17)
Indlela yokulandela uYesu (18-22)
UYesu uphelisa isaqhwithi (23-27)
UYesu ukhuphela iidemon ezihagwini (28-34)
9
UYesu uphilisa umntu ofe umzimba (1-8)
UYesu ubiza uMateyu (9-13)
Umbuzo ngokuzila ukutya (14-17)
Intombi kaYayiro; umfazi ubamba isambatho sikaYesu sangaphezulu (18-26)
UYesu uphilisa umntu ongaboniyo nongakwazi kuthetha (27-34)
Umsebenzi wokuvuna mkhulu, kodwa bambalwa abasebenzi (35-38)
10
Abapostile abayi-12 (1-4)
Baxelelwa izinto abamele bazenze xa beyokushumayela (5-15)
Abafundi baza kutshutshiswa (16-25)
Yoyikani uThixo, hayi abantu (26-31)
Akazisanga luxolo, kodwa uzise ikrele (32-39)
Ukwamkela abafundi bakaYesu (40-42)
11
UYohane umBhaptizi uyanconywa (1-15)
Isizukulwana esinenkani siyagwetywa (16-24)
UYesu udumisa uTata wakhe kuba ethanda abantu abathobekileyo (25-27)
Idyokhwe kaYesu iyahlaziya (28-30)
12
UYesu “uyiNkosi yeSabatha” (1-8)
Indoda efe isandla iyaphiliswa (9-14)
Umkhonzi kaThixo amthandayo (15-21)
Kukhutshwa iidemon ngomoya oyingcwele (22-30)
Isono esingenakuxolelwa (31, 32)
Umthi waziwa ngeziqhamo zawo (33-37)
Ummangaliso kaYona (38-42)
Xa ibuya idemon (43-45)
Umama kaYesu nabantakwabo (46-50)
13
14
UYohane umBhaptizi unqunyulwa intloko (1-12)
UYesu upha amadoda ayi-5 000 ukutya (13-21)
UYesu uhamba phezu kwamanzi (22-33)
Kuphiliswa abantu eGenesarete (34-36)
15
Kubhencwa izithethe zabantu (1-9)
Umntu ungcoliswa zizinto eziphuma entliziyweni (10-20)
Umfazi waseFenike onokholo olukhulu (21-28)
UYesu uphilisa izifo ezininzi (29-31)
UYesu upha amadoda ayi-4 000 ukutya (32-39)
16
Bacela ummangaliso (1-4)
Igwele labaFarisi nelabaSadusi (5-12)
Izitshixo zoBukumkani (13-20)
Kuprofetwa ngokufa kukaYesu (21-23)
Abalandeli bakaYesu bokwenene (24-28)
17
UYesu uyatshintsha (1-13)
Ukholo olufana nokhozo lwemostade (14-21)
Kuphinda kuprofetwe ngokufa kukaYesu (22, 23)
Kubhatalwa irhafu ngemali ethathwe emlonyeni wentlanzi (24-27)
18
Oyena mkhulu eBukumkanini (1-6)
Izinto ezenza abantu bone (7-11)
Umzekelo wegusha elahlekileyo (12-14)
Indlela yokunceda umzalwana wakho (15-20)
Umzekelo wekhoboka elingaxoleliyo (21-35)
19
Umtshato nokuqhawula umtshato (1-9)
Isiphiwo sokungatshati (10-12)
UYesu usikelela abantwana (13-15)
Umbuzo womfana osisityebi (16-24)
Ukuncama izinto ngenxa yoBukumkani (25-30)
20
Abasebenzi kwintsimi yeediliya nomvuzo olinganayo (1-16)
Kuphinda kuprofetwe ngokufa kukaYesu (17-19)
Bacelelwa izikhundla eBukumkanini (20-28)
Kuphiliswa amadoda amabini angaboniyo (29-34)
21
UYesu ungena oyisile (1-11)
UYesu ucoca itempile (12-17)
Kuqalekiswa umthi wamafiya (18-22)
Kuphikiswa igunya likaYesu (23-27)
Umzekelo woonyana ababini (28-32)
Umzekelo wabalimi abangababulali (33-46)
22
Umzekelo wetheko lomtshato (1-14)
UThixo noKesare (15-22)
Kubuzwa ngovuko (23-33)
Imiyalelo emibini eyeyona ibalulekileyo (34-40)
UKristu ngunyana kaDavide na? (41-46)
23
Nize ningabalinganisi abaFarisi (1-12)
Baza kuthi shu ababhali nabaFarisi (13-36)
UYesu ulilela iYerusalem (37-39)
24
25
26
Ababingeleli baceba ukubulala uYesu (1-5)
UYesu ugalelwa ngeoli enuka kamnandi (6-13)
IPasika yokugqibela nokujikelwa kukaYesu (14-25)
ISidlo Sangokuhlwa SeNkosi sokuqala (26-30)
Kuprofetwa ukuba uPetros uza kuphika uYesu (31-35)
UYesu uthandaza eGetsemane (36-46)
UYesu uyabanjwa (47-56)
Kuxoxwa ityala kwiNkundla Ephakamileyo YamaYuda (57-68)
UPetros uphika uYesu (69-75)
27
UYesu usiwa kuPilato (1, 2)
UYudas uyazixhoma (3-10)
UYesu phambi koPilato (11-26)
Ugezelwa phambi kwabantu (27-31)
Ubethelelwa esibondeni eGolgotha (32-44)
Ukufa kukaYesu (45-56)
UYesu uyangcwatywa (57-61)
Ingcwaba ligadiwe (62-66)
28