UYOHANE
IZINTO EKUTHETHWA NGAZO
1
ULizwi waba ngumntu (1-18)
Into eyathethwa nguYohane uMbhaptizi (19-28)
UYesu, iMvana kaThixo (29-34)
Abafundi bakaYesu bokuqala (35-42)
UFilipu noNathaniyeli (43-51)
2
Umtshato waseKana; amanzi aba yiwayini (1-12)
UYesu ucoca itempile (13-22)
UYesu uyazazi iintliziyo zabantu (23-25)
3
4
UYesu nomfazi ongumSamariya (1-38)
AmaSamariya amaninzi ayakholwa kuYesu (39-42)
UYesu uphilisa unyana wegosa (43-54)
5
Kuphiliswa umntu ogulayo eBhethezatha (1-18)
UYesu unikwa igunya nguTata wakhe (19-24)
Abantu abafileyo baza kuva ilizwi likaYesu (25-30)
Ubungqina ngoYesu (31-47)
6
UYesu upha amadoda ayi-5 000 ukutya (1-15)
UYesu uhamba phezu kwamanzi (16-21)
UYesu, “isonka sobomi” (22-59)
Abaninzi bakhathazwa ngamazwi kaYesu (60-71)
7
UYesu ukwiTheko LamaYuda Leentente (1-13)
UYesu ushumayela ethekweni (14-24)
Kuphikiswana ngoKristu (25-52)
8
UTata ungqinela uYesu (12-30)
Abantwana baka-Abraham (31-41)
Abantwana bakaMtyholi (42-47)
UYesu noAbraham (48-59)
9
UYesu uphilisa indoda eyazalwa ingaboni (1-12)
Indoda ephilisiweyo ibuzwa ngabaFarisi (13-34)
Ukungaboni kwabaFarisi (35-41)
10
Umalusi neminyango yezibaya zeegusha (1-21)
AmaYuda athetha noYesu itheko lokukhumbula umhla wokunikezelwa kwetempile (22-39)
AmaYuda amaninzi awafuni kukholwa (24-26)
“Izimvu zam ziyalimamela ilizwi lam” (27)
UNyana umanyene noTata (30, 38)
Abaninzi ngaphesheya kweYordan bayakholwa (40-42)
11
Ukufa kukaLazaro (1-16)
UYesu uthuthuzela uMarta noMariya (17-37)
UYesu uvusa uLazaro (38-44)
Baceba ukubulala uYesu (45-57)
12
UMariya ugalela ioli ezinyaweni zikaYesu (1-11)
UYesu ungena oyisile (12-19)
UYesu uprofeta ngokufa kwakhe (20-37)
Ukungabi nalukholo kwamaYuda kuzalisekisa isiprofeto (38-43)
UYesu weza kusindisa ihlabathi (44-50)
13
UYesu uhlamba iinyawo zabafundi bakhe (1-20)
UYesu uchaza ukuba nguYudas oza kumjikela (21-30)
Umyalelo omtsha (31-35)
Kuprofetwa ukuba uPetros uza kuphika uYesu (36-38)
14
15
Umzekelo womthi weediliya wokwenene (1-10)
Umyalelo wokuba nothando olufana nolukaKristu (11-17)
Ihlabathi liyabacaphukela abafundi bakaYesu (18-27)
16
Abafundi bakaYesu basenokubulawa (1-4a)
Imisebenzi yomoya oyingcwele (4b-16)
Intlungu yabafundi bakaYesu ijika ibe luvuyo (17-24)
UYesu woyise ihlabathi (25-33)
17
18
UYudas ujikela uYesu (1-9)
UPetros usebenzisa ikrele (10, 11)
UYesu usiwa kuAnas (12-14)
UPetros uphika uYesu okokuqala (15-18)
UYesu phambi koAnas (19-24)
UPetros uphika uYesu okwesibini nokwesithathu (25-27)
UYesu phambi koPilato (28-40)
19
UYesu uyakatswa aze agezelwe (1-7)
UPilato uphinda abuze uYesu imibuzo (8-16a)
UYesu ubethelelwa esibondeni eGolgotha (16b-24)
UYesu ulungiselela umama wakhe (25-27)
Ukufa kukaYesu (28-37)
Kungcwatywa uYesu (38-42)
20
Ingcwaba elingenamntu (1-10)
UMariya Magadala ubona uYesu (11-18)
Abafundi babona uYesu (19-23)
UTomas obethandabuza ude akholwe (24-29)
Isizathu sokubhalwa kwalo msongo (30, 31)
21
Abafundi babona uYesu (1-14)
UPetros uqinisekisa uYesu ukuba uyamthanda (15-19)
Ikamva labafundi bakaYesu abathandayo (20-23)
Umqukumbelo (24, 25)