1 TESALONIKA
IZINTO EKUTHETHWA NGAZO
1
2
UPawulos ushumayela eTesalonika (1-12)
AmaTesalonika amkela ilizwi likaThixo (13-16)
UPawulos ufuna nyhani ukubona amaTesalonika (17-20)
3
UPawulos ulinde enexhala eAthene (1-5)
Amazwi athuthuzelayo kaPawulos (6-10)
Kuthandazelwa amaTesalonika (11-13)
4
Kulumkiswa ngokuziphatha kakubi ngesondo (1-8)
Thandanani nakakhulu (9-12)
Abafe bemanyene noKristu baza kuvuka kuqala (13-18)
5
Ukuza kwemini kaYehova (1-5)
Hlalani nithe qwa, nisezingqondweni (6-11)
Ukhuthazo (12-24)
Imibuliso yokugqibela (25-28)