Iziqulatho
January 8, 2002
Ukukhalipha Ngexesha Lentlekele
Siza kuthi gqabagqaba ngambalwa nje kumabali angenkalipho, uvelwano nonyamezelo olwaboniswa ngoSeptemba 11, 2001, mhla kwahlaselwa iWorld Trade Center.
10 Inkxaso Novelwano Eziphuma Nxa Zonke
13 Kukhuseleke Kangakanani Ukutya Okutyayo?
14 Yintoni Esiyenzayo Ekutyeni Esikutyayo?
18 Indlela Yokwenza Ukutya Kukhuseleke
21 Ukutya Okukhuselekileyo Kwabantu Bonke
23 Ndomelezwa Kukuthembela KuThixo
Ngaba AmaKristu Afanele Abe Nenxaxheba Kwimibhiyozo Yonyaka Omtsha? 28
Inayiphi imvelaphi imibhiyozo yonyaka omtsha? Ngaba iyangqubana neemfundiso zeBhayibhile?
Ukwenza Amadinga Uselula—Ngaba Kukho Ingozi? 30
Ngaba ukwenza amadinga sisithethe nje esingenangozi? Okanye ngaba ikho imiphumo efanele yenze umntu acingisise ngokuba kububulumko kusini na?
[Inkcazelo Ngemifanekiso ekwiphepha 3]
COVER: AP Photo/Matt Moyers;
pages 2 and 3: Steve Ludlum/NYT Pictures