Ubuya Kuphendula Uthini?
KWENZEKE PHI OKU?
1. UYesu wazalelwa phi?
Yenza isangqa emaphini kwimpendulo yakho.
EBhetelehem [yakwaZebhulon]
ENazarete
EYerusalem
EBhetelehem (yakwaEfrata)
◆ Kubonakala ukuba uYesu wazalwa nini?
․․․․․
◆ Zingaphi izazi ezatyelela uYesu?
․․․․․
◆ Ngubani owakhokela inkwenkwezi eyalandelwa zizazi ukuya kuYesu?
․․․․․
◼ Ukwenzela Incoko: Ngaba kulungile ukubhiyozela ukuzalwa kukaYesu ngoDisemba 25? Kutheni uphendula ngaloo ndlela?
KWENZEKA NINI OKU?
Krwela umgca osuka kwisiganeko ngasinye oya kunyaka omalunga nexesha esenzeka ngawo.
706 B.C.E. 607 537 455 66 C.E. 70
NDINGUBANI?
5. Ndenziwa isimumu kuba ndingazange ndikholelwe okwathethwa nguGabriyeli.
NDINGUBANI?
6. Ndingumprofetikazi owadibana noYesu etempileni.
KULE NKUPHO
Phendula le mibuzo uze uchaze indinyana (ii) yeBhayibhile engachazwanga.
Iphepha 11 Abazali bamxelisa njani uYehova ngokuba nemithetho esengqiqweni? (INdumiso 32:․․․)
Iphepha 12 Yintoni ekhutshwa sisiyatha? (IMizekeliso 29:․․․)
Iphepha 17 Yintoni eyayisetyenziswa njengefuzisela isivumelwano? (Numeri 18:․․․)
Iphepha 18 Kutheni sifanele siyilumkele indlela esibusebenzisa ngayo utywala? (Isaya 5:․․․)
Bantwana Khangelani Le Mifanekiso
Ngaba unokuyifumana le mifanekiso kweli phephancwadi? Ngamazwi akho chaza into eyenzekayo kumfanekiso ngamnye?
(Iimpendulo zikwiphepha 22)
IIMPENDULO ZEMIBUZO EKWIPHEPHA 31
1. EBhetelehem (Efrata)
◆ Ngenyanga kaEthanim (Septemba/Oktobha) 2 B.C.E.
◆ Azaziwa ukuba zingaphi.
◆ Kunokwenzeka ukuba nguSathana.
2. 455 B.C.E.
3. 607 B.C.E.
4. 66 C.E.
5. NdinguZekariya.—Luka 1:18-23.
6. NdinguAna.—Luka 2:36-38.
[Inkcazelo Ngomfanekiso okwiphepha 31]
Isangqa esingezantsi: ‘Isibhedlele Soondlebende’, eSidmouth, Devon, UK