Iziqulatho
Novemba 2008
Unokuphumelela Njani?
Abantu abaninzi bacinga ukuba impumelelo ebomini ibonakala ngokuduma, ngokuba sisityebi okanye ngokuphatha. Kodwa ngaba ezi zinto zithetha impumelelo ngokwenene? Xa ufunda la manqaku uya kufumanisa ukuba wonke umntu unako ukuphumelela ngokwenene.
4 Sinokulufumana Phi Ukhokelo?
6 Iindlela Ezintandathu Zokuphumelela
11 Ukubona Umzimba Womntu Ngaphakathi—Ngaphandle Kotyando
15 ‘Ukufaka Umsonto Enalitini’
29 Ubomi Obude—Ngaba Imfihlelo IseOkinawa?
32 Iyabanceda Baphile Ubomi Obunenjongo
UThixo Ukujonga Njani Ukusetyenziswa Kwezinto Zonqulo? 18
Izigidi zabantu abathi bangamaKristu nabo bangengomaKristu zisebenzisa izinto ezithile zenze nezicengcelezo xa zithandaza. UThixo uzijonga njani ezo zinto?
Isizathu Sokunqongophala Kweentlanzi Elwandle 20
Amashishini aphambili okutya aza kuba sengxakini ngenxa yokulotywa ngokugqithiseleyo kweentlanzi. Funda ukuba yaqala njani le ngxaki nokuba ikho na into enokwenziwa ukuze ilungiswe.
[Inkcazelo Ngomfanekiso okwiphepha 2]
© Janis Miglavs/DanitaDelimont.com