Iziqulatho
Februwari 2014
© 2014 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania.
FUNDA OKUNGAKUMBI
ABAFIKISAYO
Funda indlela iBhayibhile eyiphendula ngayo imibuzo yabantu abaselula. Nanga amanye amanqaku:
• “Ngaba Ndisoloko Ndicinga Ngendlela Endikhangeleka Ngayo?”
• “Umbona Ngantoni Umhlobo Wokwenene?”
• “Yintoni Endimele Ndiyazi Ngokuthumelelana Imiyalezo Nemifanekiso Yamanyala Ngefowuni?”
Bukela nevidiyo ethi “Okuthethwa Ngoontanga Bakho—Ukuba Sempilweni.”
(Funda phantsi komxholo othi IIMFUNDISO ZEBHAYIBHILE > ABAFIKISAYO)
ABANTWANA
Funda amabali eBhayibhile anemifanekiso. Nceda abantwana bakho babazi kakuhle abantu ekuthethwa ngabo eBhayibhileni baze baziphathe kakuhle.
(Funda phantsi komxholo othi IIMFUNDISO ZEBHAYIBHILE > ABANTWANA)