UKUTHUTHUZELA ABANTU ABASWELEKELWEYO
Kulo Vukani!: Ukuthuthuzela Abantu Abaswelekelweyo
INTLUNGU YOKUSWELEKELWA
Iba njani intlungu yokuswelekelwa? Kutheni abantu abakwintlungu yokuswelekelwa bedinga ukuthuthuzelwa?
IZINTO OZA KUZIFUNDA
Eli nqaku lithetha ngezinto ezingeyonyani ngentlungu yokuswelekelwa, lize lithethe nangezinto ezidla ngokwenzeka ebantwini abakule ntlungu. Xa ukwintlungu yokuswelekelwa, jonga iimvakalelo eziqhelekileyo oba nazo.
YINTONI ONOKUYENZA UKUZE UNYAMEZELE
Ziintoni onokuzenza ukuze umelane nentlungu yokuswelekelwa? Eli nqaku lithetha ngezinto onokuzenza ezincede abanye abantu, ezisekelwe kubulumko obungaphelelwa lixesha.
IZINTO EZINOKUNCEDA ABANTU ABASWELEKELWEYO
Funda ukuba abanye abantu baye benza njani ukuze bathuthuzeleke xa kwakunzima, uze ubone ukuba unokuncedakala njani.