IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • g21 No. 2 iphe. 15
  • Funda Okungakumbi Ku-JW.ORG/XH

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Funda Okungakumbi Ku-JW.ORG/XH
  • Vukani!—2021
  • Amanqaku Afanayo
  • Luyafumaneka Uncedo
    Vukani!—2020
  • Ezinye Izinto Ezinganceda Usapho
    Vukani!—2018
  • KU-JW.ORG/XH Ungafumana Ubulumko Obunokukunceda Yonke Imihla
    Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2022
  • IWebhsayithi Yethu Eyenzelwe Ukunceda Thina Nabanye
    Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2012
Khangela Okunye
Vukani!—2021
g21 No. 2 iphe. 15

Funda Okungakumbi Ku-JW.ORG/XH

Ngowuphi umxholo ongathanda ukuwufunda?

Indoda nomfazi wayo bacofa ifowuni njengoko besitya.

Ndinokuwuphucula njani umtshato wam?

Jonga inqaku elithi “Ukuyisebenzisa Kakuhle Iteknoloji.”

Utata ufundisa unyana wakhe indlela yokuyisebenzisa kakuhle ifowuni yakhe.

Ndinokubafundisa njani abantwana bam ngeteknoloji?

Jonga inqaku elithi “Ukunceda Abantwana Bayisebenzise Kakuhle.”

Umntu uchaza imozulu yeentsuku ezisixhenxe.

Ndinokumelana njani nokuba nexhala ngekamva?

Jonga amanqaku akwiMboniselo enomxholo othi “Likuphathele Ntoni Ikamva?”

IBhayibhile ingakunceda wena nentsapho yakho ukuze nibonwabele ubomi nize nibe nethemba elonwabisayo ngexesha elizayo.

EZINYE IZINTO EZIFUMANEKA KU-JW.ORG: IOnline Bible Study Lessons zesiNgesi. Mahala. Akubhaliswa.

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share