IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • g23 No. 1 iphe. 16
  • Kulo Vukani!

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Kulo Vukani!
  • Vukani!—2023
  • Amanqaku Afanayo
  • Iziqulatho
    Vukani!—2023
  • Intshayelelo
    Vukani!—2023
  • Isithembiso SikaThixo Sokuba Ukungcoliswa Komhlaba Kuza Kuphela
    Vukani!—2023
  • Iimpendulo Zemibuzo YeBhayibhile
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova 2014
Khangela Okunye
Vukani!—2023
g23 No. 1 iphe. 16
Umsi omdaka owenziwa ziifactory ungcolisa umhlaba.

Xuanyu Han/​Moment via Getty Images

Kulo Vukani!

Imeko Yalo Mhlaba Imbi!

Ngaba lo mhlaba uza kusinda? Thina, ngaba siza kusinda? Funda la manqaku alandelayo, ukuze ubone ukuba kwenzeka ntoni kulo mhlaba ibe zikhona na izizathu zokuba nethemba.

Yintoni eza kwenzeka kwezi zinto zilandelayo?

  • Amanzi Aselwayo

  • Iilwandle

  • Amahlathi

  • Umoya

FUNDA NEZINYE IZINTO

Umntu ongusisi ukhupha iBhayibhile kwindawo ehlala iincwadi.

Iimiliyoni zabantu ziyithemba ngokupheleleyo iBhayibhile xa isithi siza kuphila ubomi obumnandi nobungapheliyo apha emhlabeni. Bukela ividiyo ethi Sinokuqiniseka Njani Ukuba IBhayibhile Ithetha Inyani? eku-jw.org/xh.

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share