IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • tp iphe. 188-189
  • Advertisement

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Advertisement
  • Uxolo Nonqabiseko Lokwenyaniso—Unokulufumana Njani?
  • Amanqaku Afanayo
  • Kulungiselele Ngoku Ukuba Nesabelo Kumhlaba Omtsha KaThixo
    Ukusindela Kumhlaba Omtsha
  • “Yima Ezintweni Owazifundayo”
    “Uyabona! Izinto Zonke Ndizenza Ntsha”
  • Ukushicilela Nokusasaza ILizwi LikaThixo Elingcwele
    AmaNgqina KaYehova—Abavakalisi Bobukumkani BukaThixo
  • Ngaba Yincwadi Ebhalelwe Wena?
    Incwadi Yabantu Bonke
Khangela Okunye
Uxolo Nonqabiseko Lokwenyaniso—Unokulufumana Njani?
tp iphe. 188-189

Advertisement

Amabali EBhayibhile Okutsala Abantwana

Ukususela ekupapashweni kwayo, Incwadi Yam Yamabali EBhayibhile ibibangel’ umdla kwabaselula nakwabakhulileyo. Abaselula bayakuvuyela ukufundelwa ngokuphindaphindiweyo la mabali ali-116. Le ncwadi inamaphepha angama-256, ineqweqwe elibumthubi bugolide namagama abhalwe bomvu, ibe ibhalwe ngamagama amakhulu. Inemifanekiso emikhulu engaphezu kwe-125, uninzi lwayo inemibalabala. Zii-R4,50 kuphela, iposi ihlawulelwe. (Imali isenokuguquka.) Bhalela kwiWatch Tower, usebenzisa ikhelingi ekwiphepha lokugqibela.

Unokuphila Ngonaphakade KwiParadisi Esemhlabeni

Le ncwadi igubungela iinyaniso ezisisiseko zeBhayibhile ize ibalaselise ithemba lobomi obungunaphakade kumhlaba oyiparadisi. Iquka iimpendulo zeBhayibhile ezanelisayo kwimibuzo enjengale: Kwenzeka ntoni ekufeni? Ngoobani abaya kuvuswa, bevuselwa phi? Kungani uThixo evumele ubungendawo? Inokukunceda njani iBhayibhile ukuba ube nobomi bentsapho obonwabisayo? Kulula ukuyiqonda. Inemifanekiso emihle, ibhalwe ngamagama amakhulu, inamaphepha angama-256. Ifumaneka ngomnikelo wee-R4,50. (Imali isenokuguquka.) Bhalela kwiWatch Tower, usebenzisa ikhelingi ekwiphepha lokugqibela.

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share