IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • sp iphe. 7
  • Izigidi Zezidalwa Zomoya

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Izigidi Zezidalwa Zomoya
  • Imimoya Yabafileyo—Imimoya Yabafileyo Ngaba Inokukunceda Okanye Inokukwenzakalisa? Ngaba Ikho Ngokwenene?
  • Amanqaku Afanayo
  • Ngaba Abantu Baba Ziingelosi Xa Besifa?
    Vukani!—2006
  • Iimpendulo Zemibuzo YeBhayibhile
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova 2014
  • Ngoobani Okanye Ziintoni Iingelosi?
    Imibuzo YeBhayibhile Iyaphendulwa
  • Indlela Ezinokukunceda Ngayo iingelosi
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova
Khangela Okunye
Imimoya Yabafileyo—Imimoya Yabafileyo Ngaba Inokukunceda Okanye Inokukwenzakalisa? Ngaba Ikho Ngokwenene?
sp iphe. 7

Izigidi Zezidalwa Zomoya

IBhayibhile isixelela ukuba kukho abantu bomoya abaninzi. NoYehova ngokwakhe ungumoya.—Yohane 4:24; 2 Korinte 3:17, 18.

Kwakukho ixesha laxa uYehova wayeyedwa kummandla wendalo. Wandula ke waqalisa ukudala abantu bomoya ekuthiwa zizithunywa zezulu. Banamandla yaye bakrelekrele ngakumbi kunabantu. UYehova wadala izithunywa zezulu ezininzi; umkhonzi kaThixo uDaniyeli, embonweni, wabona izigidi ezilikhulu zezithunywa zezulu.—Daniyeli 7:10; Hebhere 1:7.

Ezi zithunywa zezulu zazidalwe nguThixo kwangaphambi kokuba enze umhlaba. (Yobhi 38:4-7) Akukho nasinye kuzo esakhe saphila emhlabeni saza safa.

Izithunywa zezulu zime phambi kwetrone kaYehova

Umntu onguMoya omkhulu, uYehova, wadala izigidi zabantu bomoya

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share