IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • lfb isifu. 7 iphe. 24-iphe. 25 isiqe.¶ 1
  • Inqaba YaseBhabheli

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Inqaba YaseBhabheli
  • Indifundisa Ntoni IBhayibhile?
  • Amanqaku Afanayo
  • Abantu Bakha Inqaba Enkulu
    Incwadi Yam Yamabali EBhayibhile
  • Ngaba Iilwimi Zethu Zavela “KwiNqaba yaseBhabheli”?
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova 2013
  • Umkhombe KaNowa
    Indifundisa Ntoni IBhayibhile?
  • Abazange Bazenzele Igama
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova
Indifundisa Ntoni IBhayibhile?
lfb isifu. 7 iphe. 24-iphe. 25 isiqe.¶ 1
Emva kokuba uYehova ebenze bathetha iilwimi ezingafaniyo, abantu babengakwazi ukusebenza kunye kwiNqaba YaseBhabheli

ISIFUNDO 7

Inqaba YaseBhabheli

Emva kokuyeka koMkhukula, oonyana bakaNowa nabafazi babo baba nabantwana. Abo bantwana baba baninzi baza bathi saa kuwo wonke umhlaba, njengokuba uYehova wayetshilo.

Abanye babo abazange bammamele uYehova. Bathi: ‘Masakhe isixeko size sihlale kuso. Siza kwenza inqaba ende kakhulu efika ezulwini, size saziwe ngaloo nto.’

UYehova akazange ayithande loo nto, waza wabayekisa ukwakha. Uyazi ukuba wabayekisa njani? Wabenza bazibona sebethetha iilwimi ezingafaniyo. Ekubeni babengavani, bayeka ukwakha. Loo ndawo babeyakha yabizwa ngokuba yiBhabheli, igama elithetha “Isiphithiphithi.” Abantu bemka apho baza bahlala kuwo wonke umhlaba. Zange bayeke ukwenza izinto ezimbi nakwezo ndawo babehlala kuzo. Ngaba bakho ababethanda uYehova kwabo bantu? Siza kuva kwisahluko esilandelayo.

“Wonke umntu oziphakamisayo uza kuthotywa, nalowo uzithobayo uza kuphakanyiswa.”—Luka 18:14

Imibuzo: Benza ntoni abantu ababehlala eBhabheli? UYehova wabayekisa njani ukwakha?

Genesis 11:1-9

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share