IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • lfb iphe. 22-23
  • Intshayelelo Yecandelo 3

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Intshayelelo Yecandelo 3
  • Indifundisa Ntoni IBhayibhile?
  • Amanqaku Afanayo
  • UYehova Wathi ‘Ngumhlobo Wam’
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova (Efundwayo)—2016
  • Unokuba Ngumhlobo KaYehova
    Phila Ubomi Obumnandi Ngonaphakade!—Incoko Efundisa NgeBhayibhile
  • Wayengubani UAbraham?
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—2012
  • UAbraham—Indoda Enothando
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—2012
Khangela Okunye
Indifundisa Ntoni IBhayibhile?
lfb iphe. 22-23
UAbraham uthetha nenkwenkwana uIsake ngeenkwenkwezi

Intshayelelo Yecandelo 3

Kwiminyaka emva koMkhukula, iBhayibhile isixelela ngabantu abambalwa ababekhonza uYehova. UAbraham wayengomnye wabo yaye wayesaziwa ngokuba ngumhlobo kaYehova. Kwakutheni ukuze abizwe ngokuba ngumhlobo kaYehova? Ukuba ungumzali, nceda umntwana wakho aqonde ukuba uYehova unomdla kuye kwaye ufuna ukumnceda. Sinokucela uncedo kuYehova kanye njengoAbraham namanye amadoda awayethembekile, njengoLote noYakobi. Simele siqiniseke ukuba uYehova uyazenza izinto azithembisayo.

IZIFUNDO EZIBALULEKILEYO

  • Yenza yonke into uYehova akucela ukuba uyenze, enoba ayikho lula

  • Ukuba ngumhlobo kaThixo kubaluleke ngaphezu kwayo yonke into

  • Kubalulekile kuYehova ukuba sikhawuleze ukubaxolela abanye

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share