Indibano Yesiphaluka YamaNgqina KaYehova
Ucwangciso 2016-2017
Umxholo: Qhubeka Umthanda UYehova!—Mat. 22:37.
Kusasa
9:40 Umculo
9:50 Ingoma 50 Nomthandazo
10:00 Khumbula Owona Mthetho Mkhulu
10:15 Thanda UThixo, Kungekhona Ihlabathi
10:30 Fundisa Abanye Ukuba “Bathande Igama LikaYehova”
10:55 Ingoma 112 Nezaziso
11:05 “Lowo Umthandayo UThixo Ufanele Amthande Nomzalwana Wakhe”
11:35 Uzahlulelo NoBhaptizo
12:05 Ingoma 34
Emva Kwemini
1:20 Umculo
1:30 73
1:35 Amava
1:45 Ushwankathelo LweMboniselo
2:15 Bazali—Fundisani Abantwana Benu Ukuthanda UYehova
2:30 Lutsha—Bonisani Ukuba UYehova Ngoyena Mhlobo Wenu
2:45 Ingoma 106 Nezaziso
2:55 Ungalulahli “Uthando Owawunalo Kuqala”
3:55 Ingoma 3 Nomthandazo