Indibano Yesiphaluka YamaNgqina KaYehova
Ucwangciso Luka-2016-2017
Umxholo: Khulisa Ukholo Lwakho KuYehova!—Heb. 11:6.
Kusasa
9:30 Umculo
9:40 Ingoma 12 Nomthandazo
9:50 Nokuba Kwenzeka Ntoni, “Yibani Nokholo KuThixo”
10:05 Ungcelele: Imifanekiso-Ngqondweni Ekwenza Ube Nokholo KuYehova
IKhaka
UBawo
ILiwa
UMalusi
11:05 Ingoma 22 Nezaziso
11:15 “Ndincede Apho Kufuneka Khona Ukholo Kum!”
11:30 Uzahlulelo NoBhaptizo
12:00 Ingoma 7
Emva Kwemini
1:10 Umculo
1:20 Ingoma 54 Nomthandazo
1:30 Intetho Yesidlangalala: Luyintoni Ukholo Lwenene, Ibe Sinokulubonisa Njani?
2:00 Ushwankathelo LweMboniselo
2:30 Ingoma 30 Nezaziso
2:40 Ungcelele: ‘Sothule Isono Esisithandela Ngokulula’
UYehova Uza Kubuphelisa Ubungendawo
UYehova Uya Kukunika Izinto Ozidingayo
UYehova Uza Kubavusa Abafi
3:40 Fumana Umvuzo Wokuba Nokholo Lwenene
4:15 Ingoma 43 Nomthandazo