Ungayeki Ukwenza Okuhle!
KUSASA
9:30 Umculo
9:40 Ingoma 143 Nomthandazo
9:50 Kutheni Kunzima Ukwenza Okuhle?
10:05 Ungcelele: Kuphephe Ukuhlwayela Inyama
Zisebenzise Kakuhle Iiwebhsayithi Zokuncokola
Khetha Iindlela Ezifanelekileyo Zokuzonwabisa
Yilwa Umkhwa Wokuba Nomona
Zakhele Ikamva Elikhuselekileyo
11:05 Ingoma 57 Nezaziso
11:15 Qhubeka Ubenzela Okulungileyo Bonke Abantu
11:30 Intetho Yobhaptizo
12:00 Ingoma 31
EMVA KWEMINI
1:10 Umculo
1:20 Ingoma 61 Nomthandazo
1:30 Intetho Yesidlangalala: Kuphephe Ukuhlekisa NgoThixo—Njani?
2:00 Ushwankathelo LweMboniselo
2:30 Ingoma 104 Nezaziso
2:40 Ungcelele: Qhubeka Uhlwayela Umoya
Kuthande Ukufundisisa
Sebenzisa Imigaqo YeBhayibhile Kubomi Bakho
“Ungasiphumzi Isandla Sakho”
3:40 Siza Kuvuna Ntoni Ukuba Asidinwa?
4:15 Ingoma 43 Nomthandazo