UNGOYIKI NTO!
KUSASA
9:30 Umculo
9:40 Ingoma 73 Nomthandazo
9:50 UYehova Usinceda Sibe Nesibindi
10:05 Ungcelele: Yiba Nesibindi . . .
NjengoEnoki
NjengoMoses
NjengoYehoshafati
NjengoPetros
11:05 Ingoma 69 Nezaziso
11:15 Qweba Isibindi Entsimini
11:30 Intetho Yobhaptizo
12:00 Ingoma 48
EMVA KWEMINI
1:10 Umculo
1:20 Ingoma 63 Nomthandazo
1:30 Intetho Yesidlangalala: Lumele Unqulo Lwenene
2:00 Ushwankathelo LweMboniselo
2:30 Ingoma 76 Nezaziso
2:40 Ungcelele: Yiba Nesibindi NjengoKristu Xa Ulingwa Ukuba Wophule Imigaqo KaYehova
Entsatsheni
Esikolweni
Emsebenzini
Ekuhlaleni
3:40 Niza Kufumana Umvuzo Omkhulu Ngokuba Nesibindi
4:15 Ingoma 119 Nomthandazo