NgoMgqibelo
“Vakalisani iindaba ezilungileyo zosindiso lwakhe usuku nosuku”—INdumiso 96:2
Kusasa
9:20 Ividiyo Yomculo
9:30 Ingoma 53 Nomthandazo
9:40 “Ndimele Ndishumayele Iindaba Ezilungileyo EzingoBukumkani” (Luka 4:43)
9:50 IDRAMA YEBHAYIBHILE:
IBali Elingobulungiseleli BukaYesu: Ividiyo Yokuqala
Okona Kukhanya Kokwenene Kwehlabathi —Isiqendu II (Mateyu 2:1-23; Luka 2:1-38, 41-52; Yohane 1:9)
10:25 Ingoma 69 Nezaziso
10:35 UNGCELELE: Isiprofeto EsingoMesiya Senzekile!
• Kwabakho Umthunywa Phambi Kwakhe (Malaki 3:1; 4:5; Mateyu 11:10-14)
• Wazalwa Yintombi Engazange Yalala Nandoda (Isaya 7:14; Mateyu 1:18, 22, 23)
• Wazalwa EBhetelehem (Mika 5:2; Luka 2:4-7)
• Wakhuselwa Esengumntwana (Hoseya 11:1; Mateyu 2:13-15)
• Wayebizwa UmNazarete (Isaya 11:1, 2; Mateyu 2:23)
• Wafika Ngexesha Ekwakuthiwe Uza Kufika Ngalo (Daniyeli 9:25; Luka 3:1, 2, 21, 22)
11:40 UBHAPTIZO: Qhubeka ‘Uzithobela Iindaba Ezilungileyo’(2 Korinte 9:13; 1 Timoti 4:12-16; Hebhere 13:17)
12:10 Ingoma 24 Nekhefu
Emva Kwemini
1:35 Ividiyo Yomculo
1:45 Ingoma 83
1:50 UNGCELELE: Yoyisa Iindaba Ezimbi Ngeendaba Ezilungileyo
• Ukuhleba Okuyingozi (Isaya 52:7)
• Ukukhathazwa Sisazela (1 Yohane 1:7, 9)
• Izinto Ezenzekayo Ngoku (Mateyu 24:14)
• Ukutyhafa (Mateyu 11:28-30)
2:35 UNGCELELE: ‘Sikufuna Ngamandla Ukushumayela Iindaba Ezilungileyo’
• Ayingomsebenzi Wabapostile Qha (Roma 1:15; 1 Tesalonika 1:8)
• Yindlela Esikhonza Ngayo (Roma 1:9)
• Kulungele Ukushumayela Usebenzisa Izixhobo Ezifanelekileyo (Efese 6:15)
3:15 IVIDIYO: Indlela ‘iindaba ezilungileyo ezivelisa ngayo isiqhamo nezanda ngayo ehlabathini lonke’ (Kolose 1:6)
3:40 Ingoma 35 Nezaziso
3:50 UNGCELELE: Ungayeki Ukushumayela Iindaba Ezilungileyo
• Naphi Na Apho Ukhoyo (2 Timoti 4:5)
• Naphi Na Apho UThixo Akukhokelela Khona (IZenzo 16:6-10)
4:15 Uza Kwenza Ntoni “Ngenxa Yeendaba Ezilungileyo”? (1 Korinte 9:23; Isaya 6:8)
4:50 Ingoma 21 Nomthandazo