IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • wp16 No. 4 iphe. 16
  • Ithini IBhayibhile?

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Ithini IBhayibhile?
  • IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova (Kawonke-wonke)—2016
  • Imixholwana
  • Amanqaku Afanayo
  • Ngaba unqulo lweza nabantu?
  • OKO KUTHETHWA YIBHAYIBHILE
  • Ngaba kubalulekile ukuba nonqulo lwakho?
  • Unqulo
    Vukani!—2014
  • Ngaba Kunyanzelekile Ukuba Ube Nenkonzo?
    Imibuzo YeBhayibhile Iyaphendulwa
  • Ukuqhelisela Unqulo Oluhlambulukileyo Ukuze Usinde
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—1991
  • Ndinokulufumana Njani Unqulo Lokwenyaniso?
    Imibuzo YeBhayibhile Iyaphendulwa
Khangela Okunye
IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova (Kawonke-wonke)—2016
wp16 No. 4 iphe. 16
Intsapho ijonge iicawa ezahlukeneyo

Ithini IBhayibhile?

Ngaba unqulo lweza nabantu?

ABANYE ABANTU BATHI unqulo lweza nabantu; abanye bacinga ukuba uThixo usebenzisa unqulo ukuze atsale abantu. Wena uthini?

OKO KUTHETHWA YIBHAYIBHILE

Kukho “unqulo oluhlambulukileyo nolungadyobhekanga ngokwembono kaThixo noBawo wethu.” (Yakobi 1:27) Unqulo oluhlambulukileyo okanye lokwenyaniso luvela kuThixo.

ENYE INTO ESIYIFUNDA EBHAYIBHILENI

  • Ukuze unqulo lumkholise uThixo lumele lusekelwe kwinyaniso eseBhayibhileni.—Yohane 4:23, 24.

  • Unqulo olusekelwe kwiimbono zabantu lububuxoki.—Marko 7:7, 8.

Ngaba kubalulekile ukuba nonqulo lwakho?

UBUYA KUTHINI?

  • Ewe

  • Hayi

  • Kuyaxhomekeka

OKO KUTHETHWA YIBHAYIBHILE

“Masinyamekelane, sivuselelane eluthandweni nasemisebenzini emihle, singakutyesheli ukuhlanganisana kwethu ndawonye.” (Hebhere 10:24, 25) UThixo ufuna ukuba abantu abamnqulayo bahlanganisane.

ENYE INTO ESIYIFUNDA EBHAYIBHILENI

  • Abantu abamnqula kunye uThixo bafanele bakholelwe kwinto efanayo.—1 Korinte 1:10, 11.

  • Abantu abanqula ngendlela ekholisa uThixo babumba iqela labazalwana abasehlabathini.—1 Petros 2:17.

Ukuze ufumane inkcazelo engakumbi funda isahluko 15 sale ncwadi, Yintoni Ngokwenene Efundiswa YiBhayibhile?, epapashwe ngamaNgqina kaYehova

Iyafumaneka naku-www.pr2711.com/xh

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share