IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • wp18 No. 1 iphe. 16
  • Ucinga Ntoni?

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Ucinga Ntoni?
  • IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova (Kawonke-wonke)—2017—2018
  • Imixholwana
  • Amanqaku Afanayo
  • Ngaba iBhayibhile inokukunceda ukwazi ukuba ngumhlobo kaThixo?
  • UThixo Ukumema Ukuba Ube Ngumhlobo Wakhe
    Unako Ukuba Ngumhlobo KaThixo!
  • Unokuba Ngumhlobo KaYehova
    Phila Ubomi Obumnandi Ngonaphakade!—Incoko Efundisa NgeBhayibhile
  • Ithini IBhayibhile Ngeetshomi?
    Imibuzo YeBhayibhile Iyaphendulwa
  • Umbona Ngantoni Umhlobo Wokwenene?
    Vukani!—2014
Khangela Okunye
IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova (Kawonke-wonke)—2017—2018
wp18 No. 1 iphe. 16
Abantu abatshatileyo bazenzele ipikniki, bafunda neBhayibhile

Ucinga Ntoni?

Ngaba iBhayibhile inokukunceda ukwazi ukuba ngumhlobo kaThixo?

ABANYE ABANTU BATHI . . .

abanakukwazi ukuba ngabahlobo bakaThixo kuba bamdaka okanye banesono. Abanye bathi uThixo akasikhathalelanga. Wena uthini?

OKO KUTHETHWA YIBHAYIBHILE

UThixo ‘usondelelene nabo bathe tye.’ (IMizekeliso 3:32) Ukuba siyamthobela, sinokuba ngabahlobo bakhe.

ENYE INTO ESINOKUYIFUNDA EBHAYIBHILENI

  • UThixo ufuna ukuba nguMhlobo wethu.​—Yakobi 4:8.

  • NjengoMhlobo, ukulungele ukusinceda nokusixolela.​—INdumiso 86:5.

  • Abahlobo bakaThixo bayazithanda izinto azithandayo, bazicaphukele azicaphukelayo.​—Roma 12:9.

Ukuze ufumane okungakumbi ngendlela onokumkholisa ngayo uThixo, funda isahluko 12 sale ncwadi ethi Yintoni Ngokwenene Efundiswa YiBhayibhile?, epapashwe ngamaNgqina KaYehova. Iyafumaneka naku-www.pr2711.com/xh

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share