Iintlanganiso Zenkonzo Yasentsimini
OKTOBHA 1-7
Hlola Umxholo Wencoko
1. Uya kuyivelisa njani ingongoma nganye?
2. Ziziphi iingongoma ezithile ezikumaphephancwadi oceba ukuzisebenzisa?
OKTOBHA 8-14
Yintoni enokwenziwa
1. Ukuze kubonwe umdla wokwenene womninimzi?
2. Ukuba umdla oboniswayo awukhuthazi kunikelwa komrhumo?
OKTOBHA 15-21
Xa uhambisa amaphephancwadi
1. Umenza njani umninimzi alungele ukubuyelwa?
2. Kutheni kuyimfuneko ukuba abaninimzi babe namaphephancwadi ethu?
OKTOBHA 22-28
Sinokulondolozwa njani isimo sengqondo esikhuthazayo xa
1. Kunikelwa umrhumo?
2. Kukwintsimi esetyenzwa ngokufuthi okanye engafane isetyenzwe?
3. Umntu engenamdla elunqulweni?
OKTOBHA 29–NOVEMBA 4
Uya
1. Kuwulandela njani umdla oboniswe ekuhanjisweni kwamaphephancwadi?
2. Kuwuqalisa njani umzila wamaphephancwadi?
3. Kuwuxhokonxa njani umdla kwincwadi ethi Abantu Abaselula?