IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • km 11/92 iphe. 7
  • Iikhelingi Zamasebe

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Iikhelingi Zamasebe
  • Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—1992
  • Amanqaku Afanayo
  • IYearbook—Uvimba Wokhuthazo
    Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—1993
  • Eyokuqala Kwiminyaka Elikhulu Eyadlulayo
    Vukani!—2001
  • Intlangano Nomsebenzi Wawo Womhlaba Wonke
    AmaNgqina KaYehova Kwinkulungwane Yamashumi Amabini
  • Yintoni Eyenziwa Kwiofisi Yesebe?
    Ngoobani Abenza Ukuthanda KukaYehova Namhlanje?
Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—1992
km 11/92 iphe. 7

Iikhelingi Zamasebe

Ncedani niphawule ukuba nyaka ngamnye ngasemva kwiYearbook kunikelwa uludwe oluhlaziyiweyo lweeofisi zamaNgqina kaYehova ehlabathini jikelele. Olu ludwe lwenzelwe ukuze nilufumane lula nize nilusebenzise. Ninokonga ixesha ninciphise neendleko ngokujonga kwiYearbook yangoku kunokutsalela uMbutho umnxeba nicela iikhelingi zeeofisi zamasebe ezikwamanye amazwe. Kwakhona khumbulani ukuba uMbutho awuzigcini efayilini iikhelingi zeeHolo zoBukumkani ezikwamanye amazwe. Kusenokufuneka ubhalele ngokuthe ngqo iofisi yesebe ekuloo mmandla ukuze ufumane iikhelingi ezinjalo.

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share