IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • km 2/03 iphe. 8
  • Iintshayelelo Zamaphephancwadi

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Iintshayelelo Zamaphephancwadi
  • Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2003
  • Amanqaku Afanayo
  • Iintshayelelo Zamaphephancwadi
    Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2007
  • Iintshumayelo Zamaphephancwadi
    Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2006
  • Iintshayelelo Zamaphephancwadi
    Ubulungiseleli BoBukumkani—2008
  • Iintshayelelo Zamaphephancwadi
    Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2004
Khangela Okunye
Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2003
km 2/03 iphe. 8

Iintshayelelo Zamaphephancwadi

IMboniselo Feb. 15

“Bambi abantu bayazibuza enoba ukho na uThixo ongumntu. Abanye bathi ukho kodwa bavakalelwa kukuba ukude gqitha kubo. Ngaba uye wakuphawula oku? [Mvumele aphendule.] Phawula isizathu sokuba ukumazi ngokobuqu uThixo kubalulekile. [Funda uYohane 17:3.] Kulo mbandela, uza kuwafumana ebangel’ umdla amanqaku okuqala ale nkupho.”

IMboniselo Mat. 1

“Singakuvuyela ukuva uluvo lwakho kwesi sibhalo sibangel’ umdla. [Funda uMateyu 5:10.] Angonwaba njani umntu ngoxa etshutshiswa? [Mvumele aphendule.] La manqaku mabini okuqala eli nqaku asixelela ngabanye abahlala bevuya nangona babebandezelekile. Uza kukuvuyela ukufunda indlela abenza ngayo.”

Vukani! Mat. 8

“Ngaba ucinga ukuba uThixo wayefuna abantu nabantwana bangondleki? [Mvumele aphendule.] Khawuphawule esi sithembiso sithuthuzelayo sifumaneka eBhayibhileni. [Funda INdumiso 72:16.] Le nkupho kaVukani! ixubusha unobangela wokungondleki yaye okona kubalulekileyo, ixubusha ngesithembiso sikaThixo sokukuphelisa kungekudala.”

“Namhlanje izigidi zabantu azondlekanga. Abantwana ngabona bachaphazeleka kakhulu kukungabikho kokutya okunezondlo. Ngaba le meko iya kuze iphele? IBhayibhile ibonisa oko uBukumkani bukaThixo buza kukwenzela uluntu lonke kungekudala. [Funda INdumiso 72:12, 13] Uya kukuvuyela ukufunda le nkupho kaVukani!

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share