IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • km 4/10 iphe. 4
  • Iintshayelelo Zamaphephancwadi

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Iintshayelelo Zamaphephancwadi
  • Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2010
  • Amanqaku Afanayo
  • Iintshayelelo Zamaphephancwadi
    Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2010
  • Iintshayelelo Zamaphephancwadi
    Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2009
  • Iintshayelelo Zamaphephancwadi
    Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2009
  • Iintshayelelo Zamaphephancwadi
    Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2009
Khangela Okunye
Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2010
km 4/10 iphe. 4

Iintshayelelo Zamaphephancwadi

IMboniselo Aprili 1

“Ezinye iincwadi zithi uYesu akazange afe ngendlela iBhayibhile ethi wafa ngayo kodwa watshata waza wanabantwana. Ngaba wakha wayiva loo nto? [Mlinde aphendule.] Kubalulekile ukwazi inyaniso. [Funda uYohane 17:3.] Eli nqaku lisinika izizathu zokuthemba oko iBhayibhile ikutshoyo ngoYesu. Mbonise inqaku eliqala kwiphepha 26.

Vukani! Aprili

Funda INdumiso 37:9-11. Emva koko yithi: “Ucinga ukuba ihlabathi liza kuba njani xa kuzaliseke esi sibhalo? [Mlinde aphendule.] Eli nqaku libhekisela kwesi siprofeto sikhuthazayo lize licacise isizathu sokuba kubekho ubungendawo ehlabathini namhlanje.” Mbonise inqaku eliqala kwiphepha  20.

IMboniselo Meyi 1

“Ngaba wakha wazibuza isizathu sokuba uThixo avumele ukubandezeleka? [Mlinde aphendule.] Phawula indlela omnye umbhali weBhayibhile awawuchaza ngayo lo mbuzo abantu abaninzi ekukudala bewubuza. [Funda INdumiso 10:1.] Eli phephancwadi lichaza oko kuthethwa yiBhayibhile ngesizathu sokuvumela kukaThixo ukubandezeleka noko akwenzayo ukuze akususe.”

Vukani! Meyi

“Abantu abaninzi bangathanda ukuyeka ukutshaya kodwa bakufumanisa kunzima. Ngaba ukho umntu omaziyo ofuna ukuyeka? [Mlinde aphendule.] Abanye baye bayifumanisa iluncedo inkxaso yabahlobo nentsapho. [Funda INtshumayeli 4:12a.] Eli phephancwadi libalaselisa amacebiso asebenzisekayo anokunceda umntu ayeke ukutshaya.”

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share