IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • km 3/10 iphe. 4
  • Iintshayelelo Zamaphephancwadi

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Iintshayelelo Zamaphephancwadi
  • Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2010
  • Amanqaku Afanayo
  • Iintshayelelo Zamaphephancwadi
    Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2011
  • Iintshayelelo Zamaphephancwadi
    Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2009
  • Iintshayelelo Zamaphephancwadi
    Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2009
  • Iintshayelelo Zamaphephancwadi
    Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2010
Khangela Okunye
Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2010
km 3/10 iphe. 4

Iintshayelelo Zamaphephancwadi

IMboniselo Matshi 1

Funda iEksodus 20:15. Emva koko uthi: “Ngoxa abantu abaninzi bezama ukulandela lo myalelo, abanye abantu bavakalelwa kukuba ubusela nezinye iindlela zokunganyaniseki zingathetheleleka kwezinye iimeko ezinzima. Ucinga ntoni? [Mlinde aphendule.] Eli nqaku lixubusha iingenelo zokunyaniseka ngalo lonke ixesha.” Mbonise inqaku eliqala kwiphepha 12.

Vukani! Matshi

“Abantu abaninzi bayayihlonela iBhayibhile kodwa bacinga ukuba iphelelwe lixesha. Uthini wena? [Mlinde aphendule. Emva koko funda amaRoma 15:4.] Eli nqaku licacisa isizathu sokuba nezinye iinxalenye ezindala zeBhayibhile zisebenziseka.” Mbonise inqaku eliqala kwiphepha 28.

IMboniselo Aprili 1

“Xa abantu bechaza oyena mntu ube nempembelelo kwimbali yoluntu, abaninzi bakhetha uYesu. Ngaba nawe ukhetha yena? [Mlinde aphendule.] Phawula indlela esifanele sizame ngayo ukuhluza iimbono ezingquzulanayo ngaye ukuze sifunde inyaniso. [Funda uYohane 17:3.] Le nkupho ikhethekileyo yeMboniselo ibonisa oko kuthethwa yiBhayibhile ngoYesu Kristu neemfundiso zakhe.”

Vukani! Aprili

“Kubonakala ukuba asinalo ixesha elaneleyo lokuphumeza zonke izinto esizifunayo. Uthini wena? [Mlinde aphendule.] Abantu abaninzi baye balifumanisa linceda eli cebiso. [Funda eyabaseFilipi 1:10.] Eli phephancwadi linikela amacebiso asebenzisekayo anokusinceda ukuze sisebenzise ixesha lethu kakuhle.”

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share