IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • km 12/10 iphe. 3
  • Ikhalenda Yowama-2011 Ibalaselisa Unqulo Lwentsapho

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Ikhalenda Yowama-2011 Ibalaselisa Unqulo Lwentsapho
  • Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2010
  • Amanqaku Afanayo
  • “ILizwi LikaThixo Linamandla Ngokwenene!”
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—2003
Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2010
km 12/10 iphe. 3

Ikhalenda Yowama-2011 Ibalaselisa Unqulo Lwentsapho

Umxholo weKhalenda YamaNgqina KaYehova Yomama-2011 uthetha ngoNqulo Lwentsapho. Le khalenda ibonisa imizekelo yeentsapho zanamhlanje nezo zamaxesha okubhalwa kweBhayibhile. Ikwabonisa abakhonzi bakaYehova abatshatileyo nabangatshatanga befunda iLizwi lakhe.

Abantu ekuthethwa ngabo eBhayibhileni ababoniswe kule khalenda babeyoliswa ngumthetho kaYehova, yaye oku kwakubanceda bakwazi ukuhlangabezana neengxaki. (INdu. 1:2, 3) Njengoko sihlola umfanekiso ngamnye, siya kukhunjuzwa ngokubaluleka koNqulo Lwentsapho, enoba intsapho yethu inkulu okanye incinane, enoba yonke ingabanquli bakaThixo okanye akunjalo. Kule khalenda kukho isikhewu eninokubhala kuso usuku loNqulo Lwentsapho enilukhethileyo. Ngaba nilubhalile?

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share