IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • mwb16 Februwari iphe. 3
  • UNehemiya Wayengumveleli Obalaseleyo

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • UNehemiya Wayengumveleli Obalaseleyo
  • Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yeentlanganiso (2016)
  • Amanqaku Afanayo
  • Incwadi YeBhayibhile 16—Nehemiya
    “Sonke ISibhalo Siphefumlelwe NguThixo Kwaye Siyingenelo”
  • Iimbalasane Zencwadi KaNehemiya
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—2006
  • “Hlala Uboyisa Ububi Ngokulungileyo”
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—2007
  • “Ndikhumbule, Thixo Wam, Ngokulungileyo”
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—2011
Khangela Okunye
Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yeentlanganiso (2016)
mwb16 Februwari iphe. 3

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | NEHEMIYA 5–8

UNehemiya Wayengumveleli Obalaseleyo

UTishri, ngo-455 B.C.E.

8:1-18

  1. Kusenokwenzeka ukuba ngesi sihlandlo uNehemiya wakhokela abantu ukuba bahlanganisane kunqulo lokwenyaniso.

  2. Imiphumo yaba luvuyo olukhulu.

  3. Iintloko-ntsapho zahlanganisana ukuze zibone ukuba zingawuthobela njani na ngakumbi uMthetho kaThixo.

  4. Abantu balungiselela ukubhiyozela uMthendeleko Weminquba owawusisihlandlo sovuyo.

AmaSirayeli ayadibana ukuze anqule, afumane imiyalelo aze abhiyozele uMthendeleko Weminquba ebudeni bukaTishri 455 B.C.E.
    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share